| File name: | authui.dll.mui |
| Size: | 15360 byte |
| MD5: | 5149dc4eb25355636148f5bad31e19d6 |
| SHA1: | a6be5fb2b5d51610e481465e721803096a5a8914 |
| SHA256: | 26b8e1af123c1307d8f1a78c97db38a0729ba0eca164f722fc5fd6e966ec5172 |
| Operating systems: | Windows 10 |
| Extension: | MUI |
If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.
| id | Xhosa | English |
|---|---|---|
| 3000 | Ukhetho lwaMandla | Power Options |
| 3002 | Okwangoku alukho ukhetho lwamandla olufumanekayo. | There are currently no power options available. |
| 3003 | Khetha isizathu esichaza ngokufanelekayo isizathu sokuba ufuna ukucima le PC | Choose a reason that best describes why you want to shut down this PC |
| 3004 | Kukho omnye umntu osebenzisa le PC. Ukuba uyayicima ngoku, basenokophulukana nomsebenzi ongagcinwanga. | Someone else is still using this PC. If you shut down now, they could lose unsaved work. |
| 3005 | Ukuba uyacima ngoku, wena nabanye abantu abasebenzisa le PC nisenokulahlekelwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | If you shut down now, you and any other people using this PC could lose unsaved work. |
| 3006 | Kukho omnye umntu osebenzisa le PC. Ukuba uyaqalisa kwakhona ngoku, basenokulahlekelwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | Someone else is still using this PC. If you restart now, they could lose unsaved work. |
| 3007 | Ukuba uyaqalisa kwakhona ngoku, wena nabanye abantu abasebenzisa le PC nisenokuphulukana nomsebenzi ongagcinwanga. | If you restart now, you and any other people using this PC could lose unsaved work. |
| 3008 | Qhubeka | Continue |
| 3009 | Vala ikhompyutha sekunjalo | Shut down anyway |
| 3010 | Qalisa kwakhona sekunjalo | Restart anyway |
| 3011 | 11;semibold;none;segoe ui | 11;semibold;none;segoe ui |
| 3012 | 11;semilight;none;segoe ui | 11;semilight;none;segoe ui |
| 3013 | Vala ikhompyutha | Shut down |
| 3014 | Val&a ikhompyutha | Sh&ut down |
| 3015 | Ivala lonke usetyenziso ize icime i-PC. | Closes all apps and turns off the PC. |
| 3016 | Qala ngokutsha | Restart |
| 3017 | Qala ng&okutsha | &Restart |
| 3018 | Ivala lonke usetyenziso, icime i-PC, emva koko iyilayite kwakohna. | Closes all apps, turns off the PC, and then turns it on again. |
| 3019 | Lala | Sleep |
| 3020 | &Lala | &Sleep |
| 3021 | I-PC ihlala ilayitile kodwa isebenzisa amandla amancinane. Usetyenziso luhlala luvulekile ukwenzele xa i-PC ivuka, ngokukhwuleza ubuyela apho ubuyeke khona. | The PC stays on but uses low power. Apps stay open so when the PC wakes up, you’re instantly back to where you left off. |
| 3022 | Hayibhanetha | Hibernate |
| 3023 | &Hayibhanetha | &Hibernate |
| 3025 | Icima i-PC kodwa usetyenziso luhlala luvulekile. Xa i-PC ilayitile, ubuyela apho ubuyeke khona. | Turns off the PC but apps stay open. When the PC is turned on, you’re back to where you left off. |
| 3026 | Hlaziya yaye ucime | Update and shut down |
| 3027 | Hlaziya yaye uci&me | Update and sh&ut down |
| 3029 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya i-PC, emva koko iyicime. | Closes all apps, updates the PC, and then turns it off. |
| 3030 | Hlaziya yaye uqalise kwakhona | Update and restart |
| 3031 | Hlaziya yaye &uqalise kwakhona | Update and &restart |
| 3033 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya i-PC, iyicime, emva koko iyilayite kwakhona. | Closes all apps, updates the PC, turns it off, and then turns it on again. |
| 3034 | Sayina uphume | Sign out |
| 3035 | Ivala lonke usetyenziso ize ikusayinise uphume. | Closes all apps and signs you out. |
| 3038 | Qhawula uqhagamshelwano | Disconnect |
| 3039 | Iphelisa uqhagamshelwano lwakho kule PC ikude. | Ends your connection to this remote PC. |
| 3040 | &Qhawula uqhagamshelwano | &Disconnect |
| 3041 | S&ayina uphume | S&ign out |
| 3042 | Tshixa | Lock |
| 3043 | Ts&hixa | L&ock |
| 3044 | Itshixa iakhawunti yakho kule PC. | Locks your account on this PC. |
| 3045 | Ungalowudi nto | Undock |
| 3046 | U&ngalowudi nto | U&ndock |
| 3047 | Ishenxisa ilephutophu okanye ikhompyuthana yakho kwindawo ecuthiweyo. | Removes your laptop or notebook computer from a docking station. |
| 3050 | Umlawuli wakho wenkqubo uzisusile ezinye izinto zokusebenza kwIakhawunti yalo umsebenzisi. | The system administrator has disabled some power states for this user account. |
| 3052 | Tshintsha umsebenzisi | Switch user |
| 3053 | Tshintsha abasebenzisi ngaphandle kokuvala usetyenziso. | Switch users without closing apps. |
| 3054 | T&shintsha umsebenzisi | S&witch user |
| 3100 | Khetha isizathu esichaza ngcono ukuba kutheni na ufuna ukuyicima le khompyutha | Choose a reason that best describes why you want to shut down this computer |
| 3101 | Omnye umntu usayisebenzisa le khompyutha. Ukuba uyayicima ngoku, bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | Someone else is still using this computer. If you shut down now, they could lose unsaved work. |
| 3102 | Ukuba uyayicima ikhompyutha ngoku, wena nabaphi na abanye abantu abasebenzisa le khompyutha bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | If you shut down now, you and any other people using this computer could lose unsaved work. |
| 3103 | Omnye umntu usayisebenzisa le khompyutha. Ukuba uyiqalisa ngokutsha ngoku, bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | Someone else is still using this computer. If you restart now, they could lose unsaved work. |
| 3104 | Ukuba uyiqalisa ngokutsha ngoku, wena kunye nabanye abantu abasebenzisa le khompyutha bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. | If you restart now, you and any other people using this computer could lose unsaved work. |
| 3105 | Ivala lonke usetyenziso, kwaye lucima ikhompyutha. | Closes all apps and turns off the computer. |
| 3106 | Ivala lonke usetyenziso, lucima ikhompyutha, uze uyilayite kwakhona. | Closes all apps, turns off the computer, and then turns it on again. |
| 3107 | Ikhompyutha ihlala isebenza kodwa isebezisa umbane ophantsi. Usetyenziso luhlala luvulekile xa ivukayo ikhompyutha, ngokuphanyaza kwelihlo ubuyela apho ubushiye khona. | The computer stays on but uses low power. Apps stay open so when the computer wakes up, you’re instantly back to where you left off. |
| 3108 | Icima ikhompyutha kodwa usetyenziso luhlala luvulekile. Xa ikhompyutha icinyiwe, ubuyela apho ubushiye khona. | Turns off the computer but apps stay open. When the computer is turned on, you’re back to where you left off. |
| 3109 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya ikhompyutha, ize iyicime. | Closes all apps, updates the computer, and then turns it off. |
| 3110 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya ikhompyutha, ilacima, ize ilayite kwakhona. | Closes all apps, updates the computer, turns it off, and then turns it on again. |
| 3111 | Iphelisa uqhagamshelwano lwakho kule khompyutha ikude. | Ends your connection to this remote computer. |
| 3112 | Itshixa iakhawunti yakho kule khompyutha. | Locks your account on this computer. |
| 3120 | Slayida ukuze ucime | Slide to shut down |
| 3121 | Slayida ukuze ucime i-PC yakho. | Slide to shut down your PC |
| 3122 | Uhlaziyo olubalulekileyo luza kufakelwa. | Critical updates will be installed. |
| 3123 | Uhlaziyo olubalulekileyo luza kufakelwa. Nabani na ongomnye osebenzisa le PC uza kulahlekana nomsebenzi ongagcinwanga. | Critical updates will be installed. Anyone else using this PC will lose unsaved work. |
| 3124 | Uhlaziyo olubalulekileyo luza kufakelwa. Wena okanye nabani na ongomnye osebenzisa le PC uza kulahlekana nomsebenzi ongagcinwanga. | Critical updates will be installed. You or anyone else using this PC will lose unsaved work. |
| 3125 | Nabani na omnye osebenzisa le PC uza kulahlekana nomsebenzi ongagcinwanga. | Anyone else using this PC will lose unsaved work. |
| 3126 | Wena okanye nabani na ongomnye osebenzisa le PC uza kulahlekana nomsebenzi ongagcinwanga. | You or anyone else using this PC will lose unsaved work. |
| 3127 | Ukuze ucime i-PC yakho, cinezela ibha yesithuba. Ukuze ubuyele emva koko ubukwenza, cinezela naliphi na elinye iqhosha. | To shut down your PC, press the spacebar. To go back to what you were doing, press any other key. |
| 3128 | Rhoxisa ukucima | Cancel shutdown |
| 3129 | ▼ | ▼ |
| 3130 | 12;semilight;none;Segoe UI | 12;semilight;none;Segoe UI |
| 3131 | 20;semilight;none;Segoe UI | 20;semilight;none;Segoe UI |
| 3132 | 20;Light;none;Segoe UI | 20;Light;none;Segoe UI |
| 12900 | Input Indicator | Input Indicator |
| 12901 | 12pt;Bold;;Segoe UI | 12pt;Bold;;Segoe UI |
| 12902 | 11;semilight;none;Segoe UI | 11;semilight;none;Segoe UI |
| 25467 | %s %s Ukutshintsha indlela zegalelo, cinezela Iqhosha lika WIndows+Isithuba. |
%s %s To switch input methods, press Windows key+Space. |
| 0x10000031 | Response Time | Response Time |
| 0x30000000 | Info | Info |
| 0x30000001 | Start | Start |
| 0x30000002 | Stop | Stop |
| 0x50000002 | Error | Error |
| 0x50000003 | Warning | Warning |
| 0x50000004 | Information | Information |
| 0x90000001 | Microsoft-Windows-Authentication User Interface | Microsoft-Windows-Authentication User Interface |
| 0x90000002 | Microsoft-Windows-Authentication User Interface/Operational | Microsoft-Windows-Authentication User Interface/Operational |
| 0x90000003 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-CredUI/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-CredUI/Diagnostic |
| 0x90000004 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Logon/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Logon/Diagnostic |
| 0x90000005 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Common/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Common/Diagnostic |
| 0x90000006 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Shutdown/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-Shutdown/Diagnostic |
| 0x90000007 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-CredentialProviderUser/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-CredentialProviderUser/Diagnostic |
| 0x90000008 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-BootAnim/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-BootAnim/Diagnostic |
| 0x90000009 | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-LogonUI/Diagnostic | Microsoft-Windows-Shell-AuthUI-LogonUI/Diagnostic |
| 0xB0001389 | Logon user interface creation failed. Details: %1 | Logon user interface creation failed. Details: %1 |
| 0xB000138A | Logon user interface RPC server startup failed. Details: %1 | Logon user interface RPC server startup failed. Details: %1 |
| 0xB000138B | The username/password credential provider failed to enumerate tiles. | The username/password credential provider failed to enumerate tiles. |
| 0xB000138C | Autologon failed. Details: %1 | Autologon failed. Details: %1 |
| 0xB000138D | The autologon password could not be loaded. | The autologon password could not be loaded. |
| 0xB000138E | The autologon password could not be loaded. Details: %1 | The autologon password could not be loaded. Details: %1 |
| 0xB000138F | The OEM background could not be loaded for resolution %2 x %3. Details: %1 | The OEM background could not be loaded for resolution %2 x %3. Details: %1 |
| 0xB0001390 | The OEM background %1 was loaded but its aspect ratio does not match the primary display resolution %2 x %3. | The OEM background %1 was loaded but its aspect ratio does not match the primary display resolution %2 x %3. |
| 0xB0001391 | The OEM background %1 was not loaded because the file is larger than %2 bytes. | The OEM background %1 was not loaded because the file is larger than %2 bytes. |
| 0xB0001392 | The credential provider thread creation failed. Details: %1 | The credential provider thread creation failed. Details: %1 |
| 0xB0001393 | User enumeration failed. Details: %1 | User enumeration failed. Details: %1 |
| 0xB0001394 | The first run task for package %1 exceeded the maximum runtime alotted and has been cancelled. | The first run task for package %1 exceeded the maximum runtime alotted and has been cancelled. |
| File Description: | I-Windows Authentication UI |
| File Version: | 10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800) |
| Company Name: | Microsoft Corporation |
| Internal Name: | AUTHUI |
| Legal Copyright: | © Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe. |
| Original Filename: | AUTHUI.DLL.MUI |
| Product Name: | Microsoft® Windows® Operating System |
| Product Version: | 10.0.15063.0 |
| Translation: | 0x434, 1200 |