| 1 | Imigca yeminwe |
Fingerprint |
| 2 | Ukuze usayine ungene, skena umnwe wakho kwisifundi somzila womnwe. |
To sign in, scan your finger on the fingerprint reader. |
| 3 | Ukuze uvule isixhobo sakho, skena umnwe wakho kwisifundi somzila womnwe. |
To unlock your device, scan your finger on the fingerprint reader. |
| 5 | Skena umnwe wakho kwisifundi somzila womnwe. |
Scan your finger on the fingerprint reader. |
| 6 | Your PIN is required to sign in. |
Your PIN is required to sign in. |
| 10 | Molo %1!s! |
Hello %1!s! |
| 101 | I-Windows ayikwazanga ukusayina ungene. |
Windows couldn’t sign you in. |
| 110 | Isixhobo sakho sinengxaki yokukhumbula. Nceda uzame kwakhona. |
Your device is having trouble recognizing you. Please try again. |
| 111 | Ayiyikhumbuli imigca yeminwe. Qiniseka ukuba umisele imigca yeminwe kwi-Windows Hello. |
Couldn’t recognize that fingerprint. Make sure you’ve set up your fingerprint in Windows Hello. |
| 112 | Ngaphambi kokuba uqalise ukusebenzisa umzila womnwe wakho ukuze usayine ungene, kufuneka usete i-PIN. |
Before you can start using your fingerprint to sign in, you have to set up a PIN. |
| 116 | Ukusayina ungene ngemigca yeminwe kwenziwe akwasebenza okwangoku ngumlawuli wakho. |
Fingerprint sign-in is currently disabled by your administrator. |
| 143 | Phakamisa umnwe wakho kancinane. |
Move your finger slightly higher. |
| 144 | Hlisa umnwe wakho kancinane. |
Move your finger slightly lower. |
| 145 | Hambisa umnwe wakho kancinane ngasekhohlo. |
Move your finger slightly to the left. |
| 146 | Hambisa umnwe wakho kancinane ngasekunene. |
Move your finger slightly to the right. |
| 147 | Hambisa umnwe wakho ngokucothayo ngakumbi uxwesa. |
Move your finger more slowly across the reader. |
| 148 | Hambisa umnwe wakho ngokukhawuleza ngakumbi uxwesa. |
Move your finger more quickly across the reader. |
| 149 | Zama ukubamba umnwe ngokuthe nca nangokuthe ngqo xa usebenzisa imigca yeminwe. |
Try holding your finger flat and straight when using the fingerprint reader. |
| 150 | Zama ukusebenzisa isitroki eside uxweswe kufundo lwemigca yeminwe. |
Try using a longer stroke across the fingerprint reader. |
| 151 | Isixhobo sinengxaki yokukhumbula. Qiniseka ukuba isensa icocekile. |
Your device is having trouble recognizing you. Make sure your sensor is clean. |
| 152 | Kukho umntu osele esayine wangena kwesi sixhobo. Kufuneka baphume ngaphambi kokuba wena ungene. |
Someone is already signed in on this device. They need to sign out before you can sign in. |
| 154 | Uxolo, kukho into engahambi kakuhle. Sicela uzame kwakhona. |
Sorry, something went wrong. Please try again. |
| 155 | I-Windows ayinakwazanga ukusebenzisa inkcazelo yemigca yeminwe kuba ayikwazanga ukuqhagamshela kwidomeyini yakho. Zama ukuqhagamshela kwenye inethiwekhi |
Windows could not use your fingerprint credentials because it could not contact your domain. Try connecting to another network |
| 156 | Omnye umsebenzisi uvale esi sixhobo. Ukuze usayine cinezela Esc, uze ucofe Omnye umsebenzisi. |
Another user has locked this device. To sign in, press Esc, and then click Switch user. |
| 159 | Umzila womnwe akasetwanga kule akhawunti. |
That fingerprint isn’t set up for this account. |
| 1011 | Ukungena ngemigca yeminwe |
Fingerprint sign-in |
| 1012 | Bonisa igama |
Display name |
| 1013 | Ubume bomsebenzisi |
User status |
| 1014 | Imiyalelo yokungena ngemigca yeminwe |
Fingerprint sign-in prompt |
| 1015 | Iphaswedi yangoku |
Current password |
| 1016 | Iphaswedi entsha |
New password |
| 1017 | Qinisekisa iphaswedi |
Confirm password |
| 1018 | Kulungile |
OK |