| 100 | Lo mzila womnwe sele usetiwe kwenye iakhawunti. Zama umnwe owahlukileyo. |
That fingerprint has already been set up on this account. Try a different finger. |
| 102 | Lo mzila womnwe sele usetiwe. Zama umnwe owahlukileyo. |
That fingerprint has already been set up. Try a different finger. |
| 103 | Umzila wonwe ufana kakhulu nalowo sele usetiwe. Zama umnwe owahlukileyo. |
That fingerprint is too similar to one that's already set up. Try a different finger. |
| 104 | Uwufikelele umzila wonwe ophezulu oli-10 kule akhawunti. |
You’ve reached the 10 fingerprint max for this account. |
| 105 | Umzila wonwe wakho awukwazanga ukuskenwa. Qinisekisa ukuba isivamvo sicocekile yaye somile, yaye ukuba ingxaki iyaqhubeka, zama umnwe owahlukileyo. |
Your fingerprint couldn't be scanned. Make sure the sensor is clean and dry, and if the problem continues, try a different finger. |
| 111 | Le PC ayinasifundi somzila womnwe esifanelekileyo. |
This PC doesn’t have a suitable fingerprint reader. |
| 112 | Isifundi somzila womnwe sikhululwe uqhagamshelo. Qhagamshela kwakhona uze uzame kwakhona. |
The fingerprint reader is disconnected. Reconnect it and try again. |
| 113 | Siza kudinga ukuskena umzila womnwe wakho amaxesha ambalwa ukuze sisete i-Windows Hello. |
We’ll need to scan your fingerprint a few times to set up Windows Hello. |
| 114 | Izikeni nje ezimbalwa ukuqinisekisa ukuba umzila womnwe uyabonakala. |
Just a few more scans to make sure your fingerprint is recognizable. |
| 116 | Uxolo, kukho into engahambanga kakuhle. |
Sorry, something went wrong. |
| 117 | Ukusayina ungene komzila womnwe okwangoku kwenziwe akwasebenza ngumlawuli wakho. |
Fingerprint sign in is currently disabled by your administrator. |
| 119 | Ukuze usebenzisei-Windows Hello, kuqala khusela isixhobo sakho usebenzisa i-BitLocker okanye isoftwe ye-enkhripshini efanayo. |
To use Windows Hello, first protect your device using BitLocker or similar encryption software. |
| 120 | Skena umnwe wakho kwisifundi somzila womnwe. |
Scan your finger on the fingerprint reader. |
| 121 | Skena umnwe ofanayo kwisifundi somzila womnwe. |
Scan the same finger on the fingerprint reader. |
| 122 | Swayipha umnwe wakho kwisifundi somzila womnwe. |
Swipe your finger on the fingerprint reader. |
| 124 | Swayipha umnwe ofanayo kwisifundi somzila womnwe. |
Swipe the same finger on the fingerprint reader. |
| 125 | Cinezela umnwe wakho kwisivamvo somzila womnwe, uze uwuphakamise. |
Press your finger against the fingerprint sensor, and then lift it. |
| 129 | Hambisa imigca yakho ngokucothayo. |
Move your finger slightly lower. |
| 130 | Phakamisa iminwe yakho kancinane. |
Move your finger slightly higher. |
| 131 | Hambisa imigca yakho kancinane ngasekunene. |
Move your finger slightly to the right. |
| 132 | Hambisa imigca yakho kancinane ngasekhohlo. |
Move your finger slightly to the left. |
| 133 | Hambisa imigca yakho ngokucothayo uxwesa. |
Move your finger more slowly across the reader. |
| 134 | Hambisa imigca yakho ngakumbi uxwesa. |
Move your finger more quickly across the reader. |
| 135 | Isixhobo sinengxaki yokukhumbula. Qiniseka ukuba isensa icocekile. |
Your device is having trouble recognizing you. Make sure your sensor is clean. |
| 136 | Zama ukubamba imigca ngokuthe nca nangokuthe ngqo xa usebenzisa imigca yeminwe. |
Try holding your finger flat and straight when using the fingerprint reader. |
| 137 | Zama ukusebenzisa imigca yeminwe uxweswe ekufundeni imigca yeminwe. |
Try using a longer stroke across the fingerprint reader. |
| 138 | Isixhobo sakho sinengxaki yokukhumbula. Zama kamva kwakhona. |
Your device is having trouble recognizing you. Please try again. |
| 139 | Qhubeka ucinezela uphakamise umnwe wakho de isken sigqibe. |
Continue to press and lift your finger until the scan is complete. |
| 174 | Useto lwe-Windows Hello |
Windows Hello setup |
| 175 | I-Windows Hello okwangoku yenziwe ayasebenza ngumlawuli wakho. |
Windows Hello is currently disabled by your administrator. |
| 176 | Vala i-Windows Hello, emva koko uzame ukujonga useto. |
Close Windows Hello, and then try going through the setup again. |
| 177 | Kukho into ephosakeleyo eye yenzeka. Imemori yakho yesistim efumanekayo isenokuba ncinane. Vula isithuba esithileb uze uzame kwakhona. |
Something went wrong. Your available system memory might be running low. Clear up some space and try again. |
| 178 | Useto lwe-Windows Hello alusebenzi kuqhagamshelo lwedesktophu olukude. |
The Windows Hello setup doesn't work over a remote desktop connection. |
| 200 | Ayikwazanga ukubona amahlo akho. |
Couldn't detect your eyes. |
| 201 | Ikhanya kakhulu! Cima izikhanyisi ezithile okanye yiya ngaphakathi. |
Too bright! Turn off some lights or go inside. |
| 202 | Vula amehlo akho kakhulu kancinane. |
Open your eyes a little wider. |
| 203 | Bamba isixhobo sakho phambi kwamehlo akho. |
Hold your device straight in front of your eyes. |
| 204 | Bhekela uye kude. |
Move farther away. |
| 205 | Sondela. |
Move closer. |
| 206 | Ishukuma kancinane ukuze iphephe ukwenza umfanekiso emehlweni akho. |
Moving slightly to avoid reflection off your eyes. |
| 207 | Isixhobo sakho sinengxaki nokubona amehlo akho. Qinisekisa ukuba ilens yekhamera yakho icocekile. |
Your device is having trouble detecting you. Make sure your camera lens is clean. |
| 209 | Imnya,ma kakhulu! Layita izikhanyisi ezithile okanye yiya kwindawo ekhanyayo. |
Too dark! Turn on some lights or move somewhere brighter. |
| 220 | Ifunda indlela obonakala ngayo... |
Learning what you look like... |
| 275 | Iakhawunti yakho ayikwazanga ukuqinisekiswa. |
Your account couldn’t be verified. |
| 276 | Chukumisa isivamvo somzila womnwe |
Touch the fingerprint sensor |
| 277 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwisivamvo phambili kwesixhobo sakho de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor on the front of your device until setup is complete. |
| 278 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwisivamvo emva kwesixhobo sakho de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor on the back of your device until setup is complete. |
| 279 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwisivamvo kwicala elisekunene lesixhobo sakho de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor on the right side of your device until setup is complete. |
| 280 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwisivamvo kwicala elisekhohlo lesixhobo sakho de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor on the left side of your device until setup is complete. |
| 281 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwisivamvo phezulu kwesixhobo sakho de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor on the top of your device until setup is complete. |
| 282 | Chukumisa iqhosha lombane |
Touch the power button |
| 283 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa uze ubeke umnwe wakho kwiqhosha lamandla de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the power button until setup is complete. |
| 284 | Ngokuphindaphindiweyo phakamisa umnwe uze uwubeke kwisivamvo de useto lugqibe. |
Repeatedly lift and rest your finger on the sensor until setup is complete. |
| 285 | Swayipha umnwe wakho kwisivamvo somzila womnwe |
Swipe your finger on the fingerprint sensor |
| 286 | Qhubeka uswayiphe de useto lwe-Windows Hello lugqibe. |
Continue swiping until Windows Hello setup is complete. |
| 287 | Zama enye iengile ngoku |
Now try another angle |
| 288 | Phumza uze uphakamise umnwe wakho kwiiengile ezahlukeneyo ukuze ubambe imiphetho yomzila wakho. |
Rest and lift your finger at different angles to capture the edges of your print. |
| 289 | Ngoku swayipha ngamacala omnwe wakho |
Now swipe with the sides of your finger |
| 290 | Qhubeka uswayipha ukuze ubambe imiphetho yomzila wakho. |
Continue swiping to capture the edges of your print. |
| 291 | Kuhle, chukumisa isivamvo kwakhona |
Great, touch sensor again |
| 292 | Qhubeka uwubekile yaye uwuphakamisa umnwe wakho |
Keep resting and lifting your finger |
| 293 | Phakamisa uze uchukumise kwakhona |
Lift and touch again |
| 294 | Phakamisa umnwe wakho uchukumise isivamvo kwakhona |
Lift your finger and touch the sensor again |
| 295 | Kuhle, zama iengile eyahlukileyo |
Great, try a different angle |
| 297 | Shukumisa umnwe wakho rhoqo uchukumisa |
Move your finger with each touch |
| 298 | Swayipa kwakhona |
Swipe again |
| 299 | Kuhle, qhubeka uswayipa |
Great, keep swiping |
| 300 | Swayipa umnwe wakho |
Swipe your finger |