accessibilitycpl.dll.mui Ufikelelo olwenziwe lula kwiphaneli yolawulo f54cd17d5b03fb0a3528296196a52bf4

File info

File name: accessibilitycpl.dll.mui
Size: 42496 byte
MD5: f54cd17d5b03fb0a3528296196a52bf4
SHA1: 925990bda3be56867c13f77f7619abd7d977062a
SHA256: 924afef08d4ece3deb011291a2b693f05ff1f976a5f3fc612fb8c93e96118865
Operating systems: Windows 10
Extension: MUI

Translations messages and strings

If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.

id Xhosa English
2imizuzwana eyi-%d%s%d %d%s%d seconds
3Funda ngobunye ubuchwepheshe obandisiweyo obuluncedo kwinethiwekhi Learn about additional assistive technologies online
4Iimpendulo zakho zisetyenziselwa ukubona iisetingi ezicetyisiweyo kuphela. Ukuba enye iprogram okanye isayithi yeWebhu ifuna ukusebenzisa le nkcazelo ukuze ikhawulelane neemfuno zakho, loo nkqubo iza kubuza ngokuphandle malunga nemvume. Ingxelo yaBucala Your answers are used to determine recommended settings only. If another program or Web site wants to use this information to better suit your needs, you will be explicitly asked for permission by that program. Privacy Statement
5%d imizuzu %d minutes
61 umzuzu 1 minute
7imizuzwana eyi-%d %d seconds
10IZiko loFikelelo olwenziwe Lula Ease of Access Center
20 Funda ngobunye ubuchwepheshe obandisiweyo obuluncedo kwinethiwekhi Learn about additional assistive technologies online
45Yenza ikhompyutha yakho isebenziseke lula. Make your computer easier to use.
46Fumana iingcebiso ukwenzela kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho (ukubona) Get recommendations to make your computer easier to use (eyesight)
47Fumana iingcebiso ukwenzela kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho (ubugcisa) Get recommendations to make your computer easier to use (dexterity)
48Fumana iingcebiso ukwenzela kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho (ukuva ngeendlebe) Get recommendations to make your computer easier to use (hearing)
49Fumana iingcebiso ukwenzela kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho (intetho) Get recommendations to make your computer easier to use (speech)
50Fumana iingcebiso ukwenzela kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho (ingqiqo) Get recommendations to make your computer easier to use (cognitive)
56Sebenzisa ikhompyutha ngaphandle komboniso Use the computer without a display
57Yenza ikhompyutha ibonakale lula Make the computer easier to see
58Yenza imawusi isebenziseke lula Make the mouse easier to use
59Yenza ikhibhodi isebenziseke lula Make the keyboard easier to use
60Sebenzisa ikhompyutha ngaphandle kwekhibhodi yemawusi Use the computer without a mouse or keyboard
61Sebenzisa iteksti okanye ezinye iindlela zesandi Use text or visual alternatives for sounds
62Yenza kube lula ukuqwalasela emisebenzini Make it easier to focus on tasks
63Seta AmaQhosha eMawusi Set up Mouse Keys
64Seta AmaQhosha esiHluzi Set up Filter Keys
65Seta AmaQhosha kaPhinda noCothisa Set up Repeat and Slow Keys
66Iisetingi ezicetyisiweyo Recommended settings
67Ukutshintsha kweesetingi zokusayina ungene Change sign-in settings
68Seta AmaQhosha Ancamathelayo Set up Sticky Keys
70Khetha um&xholo onoChasaniso olukhulu Choose a High Cont&rast theme
72%s emveni kokuba ungenile %s after sign-in
73%s xa ungena %s at sign-in
74Yiva amagama kwisikrini efundwa ngokuvakala kakhulu (Umbalisi) Hear text on screen read aloud (Narrator)
75Yenza izinto kwisikrini zibenkulu (Isandisi) Make items on the screen larger (Magnifier)
76Chwetheza ngaphandle kwekhibodi (iKhibhodi ekwiSikrini) Type without the keyboard (On-Screen Keyboard)
78Cofa indlela-mfutshane zekhibhodi iqhosha elinye ngexesha (amaQhosha Ancangathi) Press keyboard shortcuts one key at a time (Sticky Keys)
79Ukuba ndicofa amaqhosha ngokuphindiweyo, ungakuhoyi ukucofa okongeziweyo (amaQhosha eSihluzi) If I press keys repeatedly, ignore extra presses (Filter Keys)
80Sebenzisa ikhiphedi yamanani ukufudusa imawusi kwiskrini (Amaqhosha eMawusi) Use the numeric keypad to move the mouse around the screen (Mouse Keys)
81Yiva ithoni xa ucinezela u-CAPS LOCK, noNUM LOCK, okanye uSCROLL LOCK (Namaqhosha eToogle) Hear a tone when you press CAPS LOCK, NUM LOCK, or SCROLL LOCK (Toggle Keys)
82Yenza ukubamba namaqhoshana kubelula ukuwasebenzisa Make touch and tablets easier to use
83Umbalisi Narrator
84Isandisi Magnifier
85Ikhibhodi ekwiSikrini On-Screen Keyboard
86Nanye None
1102Iipoyintazi zeMawusi Mouse pointers
1103Lawula imawusi ngekhibhodi Control the mouse with the keyboard
1105Other programs installed Other programs installed
1106Iqhele&ke iMhlophe &Regular White
1107Iqhe&leke iMnyama Reg&ular Black
1108Iq&heleke igqwetheka Re&gular Inverting
1109Inkulu iMhlo&phe &Large White
1110Ink&ulu iMnyama Large &Black
1111&Inkulu igqwethekile Large &Inverting
1112&Yongezwe yaNkulu iMhlophe E&xtra Large White
1113Yongezwe yaNkulu iMnya&ma Extra Large Blac&k
1114Yongez&we yaNkulu iGqwethekile Extra Large I&nverting
1115Sebe&nzisa i-window ngokuyitsala ngemawusi Activate a &window by hovering over it with the mouse
1117Mamela into ebhaliweyo neengcaciso ufundele phezulu Hear text and descriptions read aloud
1118Yenz izinto ezikwiskrini zibe nkulu Make things on the screen larger
1119Yenza izinto ezikwiskrini kube lula ukuzibona Make things on the screen easier to see
1121Layita iZan&disi Turn on Mag&nifier
1124Sebenzisa izinto ezibonakalisayo endaweni yezandi Use visual cues instead of sounds
1129Yenza kube lula ukuchwetheza Make it easier to type
1138Yenza ikhompyutha yakho isebenziseke lula Make your computer easier to use
1139Ilungelo elikhawulezileyo kwizixhobo eziqhelekileyo Quick access to common tools
1141&Soloko ulifundela phezulu eli candelo Al&ways read this section aloud
1142Soloko uliskena eli can&delo Always scan this secti&on
1143Qalisa iZa&ndisi Start Ma&gnifier
1144Qalisa Um&balisi Start &Narrator
1145Qalisa iKhibhodi y&eSkrini Start On-Screen &Keyboard
1148Yen&za uphikiswano olumandla Set &up High Contrast
1153Phonononga zonke iisetingi Explore all settings
1155Yandisela ubumfama Optimize for blindness
1157Yandisela umboniso wokubonwayo Optimize visual display
1159Yenza ezinye izixhobo zifakelwe Set up alternative input devices
1161Lungiselelela imawusi iisetingi okanye ezinye izixhobo ezalathayo Adjust settings for the mouse or other pointing devices
1163Lungiselela ikhibhodi isetingi Adjust settings for the keyboard
1165Yenzela ezinye izinto izandi Set up alternatives for sounds
1167Lungiselela iisetingi ukwenzela ukuba zifundeke kwaye zichwethezeke Adjust settings for reading and typing
1168Lungiselela izithintelo zamaxesha nezinto ezibonakala zibhanyaza Adjust time limits and flashing visuals
1169Sebenzisa ikhiphedi yamanani xa uhambisa imawusi kwisikrini. Use the numeric keypad to move the mouse around the screen.
1171&Seta AmaQhosha eMawusi Set up Mouse Ke&ys
1172Cofa oondlela-mfutshane (abanje ngo-CTRL+ALT+DEL) iQhosha libe linye ngexesha. Press keyboard shortcuts (such as CTRL+ALT+DEL) one key at a time.
1174Set&a AmaQhosha Ancamathelayo Set up Sti&cky Keys
1175Yiva isandi xa ucofa i-CAPS LOCK, i-NUM LOCK, okanye i-SCROLL LOCK. Hear a tone when you press CAPS LOCK, NUM LOCK, or SCROLL LOCK.
1176Layita amaQh&osha okuthintela Turn on Toggle &Keys
1177Layita amaQhosha o&kuthintela ngokubambela ezantsi i-NUM LOCK imizuzwana emi-5 Turn on Toggle Keys by holding down the NUM LOCK key for &5 seconds
1178Sukuzihoya okanye zicothise uzishwankathela iikeystrokes eziphinda-phindiweyo uze ulungiselele iqondo lekhibhodi. Ignore or slow down brief or repeated keystrokes and adjust keyboard repeat rates.
1179&Layita aMaQhosha eZihluzi Turn on F&ilter Keys
1180Seta AmaQhosha esiHl&uzi Set up Fi<er Keys
1181Kr&welela oondlela-mfutshane bekhibhodi kunye namaqhosha ofikelelo U&nderline keyboard shortcuts and access keys
1184Yenza kube lula ukusebenzisa oondlela-lula bekhibhodi Make it easier to use keyboard shortcuts
1187Layita amaQhosha eSi&hluzi xa i-SHIFT yasekunene icofwe imizuzwana esi-8 Turn on Filter &Keys when right SHIFT is pressed for 8 seconds
1188Izinto zokukhetha iSihluzi Filter options
1189Layita a&maQhosha okuTsiba Turn on &Bounce Keys
1190Ukuba utsibisa iminwe yakho emaqhosheni ngempazamo, amaQhosha okuTsibisa awazukuhoya ukuphinda-phindwa kwamaqhosha emigca kude kudlule ixesha elithile. If you unintentionally bounce your fingers on a key, Bounce Keys will ignore repeated keystrokes for a specific amount of time.
1191Ikhompyutha kufuneka ilinde ixesha elingakanani ukuba yamkele amaQhosha emigca? How long should the computer wait before accepting keystrokes?
1193&Layita amaQhosha okuphinda nacothayo Turn on &Repeat Keys and Slow Keys
1194Ikhompyutha ayizukuwahoya amaQhosha emigca abhaliweyo ngokwezithintelo zamaxesha owasetileyo. The computer will ignore brief keystrokes according to the time limits you set.
1195Seta amaQhosha ka&Phinda naka-Cotha Set &up Repeat Keys and Slow Keys
1196Chwetheza apha ukuze uvavanye iiseti&ngi: Type text here to test setti&ngs:
1197Ezinye iisetingi Other settings
1198Khala &xa amaqhosha ecofwa okanye amkelwe Beep &when keys are pressed or accepted
1200Umbalisi ufundela phezulu nayiphi na into ebhalwe kwisikrini, uza kufumana izivakalisi-lizwi. Narrator reads aloud any text on the screen. You will need speakers.
1201Layita U&mbalisi T&urn on Narrator
1203Seta ukutyeba kwekhesa emana &ivela: Set the thickness of the &blinking cursor:
1204Bona kwangaphambili: Preview:
1205Susa yonke imi&fanekiso ehambayo(xa kunokwenzeka) Turn off all unnecessary animations (&when possible)
1206&Shenxisa yonke imifanekiso (apho ikhoyo) Remove back&ground images (where available)
1207Mamela iinkcazelo zento eyenzeka kwiividiyo (xa ziyafumaneka). Hear descriptions of what's happening in videos (when available).
1208Layita iiNkcaz&elo zokuviwayo Turn on Aud&io Description
1209&Zingahlala zivuleke ixesha elingakanani iibhokisi zencoko zezaziso ze-Windows? How long should Windows notification dialog bo&xes stay open?
1214Kuphephe ukusebenzisa imawusi nekhibhodi Avoid using the mouse and keyboard
1215Thetha ngemayikrofoni ukuze ulawule ikhompyutha yakho, Layita iprogram, uze ukhwaze xa ifunda. Speak into a microphone to control the computer, open programs, and dictate text.
1216Seben&zisa uNakano lweNtetho &Use Speech Recognition
1217Chwetheza usebenzisa imawusi okanye esinye isixhobo sokukhomba esinje nge-joystick ngokuthi ukhethe amaQhosha akumfanekiso wekhibhodi. Type using the mouse or another pointing device such as a joystick by selecting keys from a picture of a keyboard.
1218Sebenzisa ik&hibhodi yesikrini esikhoyo Use On-Screen &Keyboard
1221Layita amaQhosha emawusi nge- ALT ekhohlo+ i-SHI&FT ekhohlo+ i-NUM LOCK Turn on Mouse &Keys with left ALT + left SHIFT + NUM LOCK
1222Isantya sePoyinta Pointer speed
1223Isantya esiphezulu: Top speed:
1224Phantsi Low
1225Phakamile High
1226Ukukhawuleza: Acceleration:
1227Cotha Slow
1228Khawuleza Fast
1229Bambela e&zantsi u-CTRL ukukhawulezisa uze ucofe i-SHIFT ukuba ufuna ukucothisa Hold do&wn CTRL to speed up and SHIFT to slow down
1231Sebenzisa amaQhosha eMawusi xa i-NUM LOCK: Use Mouse Keys when NUM LOCK is:
1232&Iyasebenza O&n
1233Ayisebenzi Off
1234Boni&sa iayikhoni yamaQhosha eMawusi akwithaskbha Display the Mouse Ke&ys icon on the taskbar
1236Mamela itekisi efundelwa phezulu Hear text read aloud
1237&Seta iTeksti ukuze ibe yiNtetho &Set up Text to Speech
1239Seta amaQhosha kaPhinda naka-Cotha Set up Repeat Keys and Slow Keys
1240Phephana nee-keystrokes eziphindiweyo xa ucofela iQhosha phantsi Avoid repeated keystrokes when you hold down a key
1242&Sukuzihoya zonke ii-keystrokes eziphindiweyo Ig&nore all repeated keystrokes
1244Cothisa amaqo&ndo okuphinda ikhibhodi Slow down keyboard repeat &rates
1246Kumele ilinde ixesha &elide kangakanani ikhompyutha phambi kokwamkela izitrowukhu zamaqhosha aphindwe ngokulandelelanayo? How &long should the computer wait before accepting subsequent repeated keystrokes?
1247Kulixesha elingakanani apho ikhompyutha iye ilinde ngaphambi kokuba yamkele ii-keystrokes iziqalayo ukuphindwa? How long should the computer wait before accepting the first repeated keystroke?
1248Phephana nee-keystrokes ezivela ngephanyazo Avoid accidental keystrokes
1249Ufuna ukulicinezela i&xesha elide kangakanani iqhosha phambi kokuba ikhompyutha yakho iyamkele isitrowukhu yeqhosha? How long do you want to hold down a &key before your computer accepts the keystroke?
1250Ch&wetheza apha ukuze uvavanye iisetingi: Type text here to test settin&gs:
1251Fumana amacebo okwenza kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho Get recommendations to make your computer easier to use
1252Phendula le mibuzo ilandelayo ukuze ufumane amacebiso esetingi ezinokwenza isebenze lula ikhompyutha yakho ukuba ibone kwaye isebenze. Answer the following questions to get recommendations for settings that can make your computer easier to see, hear, and use.
1253Ngombuzo ngamnye, khetha zonke iingxelo ezisebenzayo kuwe. Xa ugqibile, ungagqiba ukuba zeziphi na iisetingi ofuna ukuziLayita. For each question, select all statements that apply to you. When you're done, you can decide which settings to turn on.
1255Ukubona (e-1 yesi- 5) Eyesight (1 of 5)
1256Imifanekiso nete&kisi kumabonwakude kunzima ukuyibona (nokuba sele ndinxiba iindondo). Images and te&xt on TV are difficult to see (even when I'm wearing glasses).
1257I&meko zokulayita zenza ukuba kube nzima ukubona imifanekiso ekwimonitha yam. Lighting conditions make it difficult to &see images on my monitor.
1258Ndiyimf&ama. I am b&lind.
1259Ndinolunye uhlobo lontlelo &ukonakala (nokuba iindondo zikuNgqamanisa oko). I have another type of vision &impairment (even if glasses correct it).
1263Okulandela&yo &Next
1264Rhoxi&sa &Cancel
1265Ubuchule (isi-2 sesi-5) Dexterity (2 of 5)
1266&Iintsiba neepensile kunzima ukuzisebenzisa. &Pens and pencils are difficult to use.
1267Imeko ebonakalayo iya ku chaphazela ukusebenza k&weengalo, izihlahla, izandla okanye iminwe. A physical condition affects the &use of my arms, wrists, hands, or fingers.
1268Andiyiseben&zisi ikhibhodi. I do not use a &keyboard.
1269Ukumamela (isi-3 sesi-5) Hearing (3 of 5)
1270Iingxo&xo zingavakala nzima (nento yokuncedisa ekumemeleni). C&onversations can be difficult to hear (even with a hearing aid).
1271&Isandi sengxolo esingemva senza ukuba ikhompyutha imamele nzima. &Background noise makes the computer difficult to hear.
1272Ndi&mamela kanzima. I a&m hard of hearing.
1273Ndisisit&hulu. &I am deaf.
1274Ukuqiqa (isi-5 sesi-5) Reasoning (5 of 5)
1275Kusoloko kunzima kum ukuba ndiq&walasele. It is often d&ifficult for me to concentrate.
1276Ndinok&hubazeko lokufunda, njengedisleksiya. I have a &learning disability, such as dyslexia.
1277K&usoloko kunzima kum ukukhumbula izinto. It is often difficult for me to remember thin&gs.
1278Igqi&bile D&one
1281Layita amaQhosha &eMawusi Turn on &Mouse Keys
1282Layita aMaQhosha aN&cangathi Tu&rn on Sticky Keys
1284Chwetheza usebenzisa isixhobo sokukhomba Type using a pointing device
1286B&onisa iayikhoni yamaQhosha eSihluzi kwithaskbha Displa&y the Filter Keys icon on the taskbar
1288Yenza indawo yokugcina ukwenzela ikuncede Create a restore point for backup
1289Khetha izaziso ezibonakalayo Choose visual warning
1290&Nanye &None
1291Isihloko esisebenzayo esi&danyazayo isithinteli Flash active caption &bar
1292Isidanyazi se&window esebenzayo Flash active &window
1293Ides&ktophu edanyazayo Flash des&ktop
1295Layita &amaQhosha ancamathelayo xa Utshintsha ecofwe amaxesha amahlanu Turn on Sticky &Keys when SHIFT is pressed five times
1296Ukhetho Options
1297&Tshixa amaQhosha okutshintsha xa ecofwe kathathu ngokulandelelana &Lock modifier keys when pressed twice in a row
1298&Cima amaQhosha aNcamatheleyo xa amaqhosha amabini ecofwe kwakanye T&urn off Sticky Keys when two keys are pressed at once
1299Ingxelo Feedback
1300&Dlala isandi xa amaqhosha okulungisa ecofiwe Pla&y a sound when modifier keys are pressed
1301Bo&nisa amaQhosha ancamathelayo kwibha yethaski D&isplay the Sticky Keys icon on the task bar
1302Isixhobo sokutshintsha sikhawuleza naphi na kwiskrini, senze yonke into ekulo ndawo ibe nkulu. Ungasijikelezisa, sitshixele kwindawo enye, okanye uphinde usenze sibe ngomnye isayizi. Magnifier zooms in anywhere on the screen, and makes everything in that area larger. You can move Magnifier around, lock it in one place, or resize it.
1304Kulun&gile &OK
1305Rhoxisa Cancel
1306Se&benzisa A&pply
1307Abanye abantu bakufumanisa kun&zima ukundilandela xa ndikwingxoxo (kungekuko ngokwendlela yokuthetha). Other &people have difficulty understanding me in a conversation (but not due to an accent).
1308Ndonakalelwe yindlela yokut&hetha. I have a &speech impairment.
1309Xa usebenzisa oondlela-mfutshane bekhibhodi ukujika iisetingi zoFikelelo olwenziwe Lula: When using keyboard shortcuts to turn Ease of Access settings on:
1312Intetho (yesi-4 kweyesi-5) Speech (4 of 5)
1314Fum&ana amacebo okwenza kube lula ukusebenzisa ikhompyutha yakho Get &recommendations to make your computer easier to use
1319Bona kananjalo See also
1320Isandisi sandisa inxenye yesikrini. Magnifier enlarges part of the screen.
1321Umbalisi uyifunda ngokuvakalayo itekisi ekwisikrini. Narrator reads aloud text on the screen.
1322Ikhibhodi esesikrinini yenza ukwazi ukuchwetheza usebenzisa imawusi okanye esinye isixhobo esalathayo ngokucofa emfanekisweni wekhibhodi. On-Screen Keyboard makes it possible to type using the mouse or another pointing device by clicking keys on a picture of a keyboard.
1325Tshintsha isa&yizi yetekisi neeayikhoni Change the si&ze of text and icons
1326Lu&ngisa umbala nokubonakala kwemida yee-wiindows Ad&just the color and transparency of the window borders
1327Yenza uxande ekujoliswe kulo lu&tyebe Make the focus rectangle thic&ker
1328Iisetingi &zemawusi Mouse &settings
1329Iisetingi zekhi&bhodi Key&board settings
1330Izixhobo zeSandi neMixholo yoku&Viwayo Aud&io Devices and Sound Themes
1331Ezi setingi zingakunceda ukuba ulungiselele iimfuno zakho kwikhompyutha. Bona iiseting ezilungisiweyo aha ngezantsi uze ukhethe iindlela ofuna ukuzisebenzisa. These settings can help you set up your computer to meet your needs. Review the recommended settings below and select the options that you want to use.
1332Akukho macebiso ajolise kukhetho lwakho. There are no recommendations based on your selections.
1333Ungazama enye yezinto ezimbini: You can try one of two things:
1334Ukugcwalisa uludwe lwemibuzo kwakhona. Completing the questionnaire again.
1335Buyela kwikhasi lekhaya loFikelelo olwenziwe Lula. Return to the Ease of Access home page.
1342Unako ukuba neteknoloji encedisayo iqalise ngokuzenzekelayo xa sayina ungene, emva kokuba usayine wangena, okanye zombini. Khetha ibhokisi yokukhangela kukhetho ngalunye ongathanda ukulisebenzisa. You can have assistive technologies start automatically when you sign in, after you sign in, or both. Select the check boxes for each option you'd like to use.
1346Khetha iingxelo ezisebenzayo kuwe: Select all statements that apply to you:
1347Layita izaziso &ezibonakalayo wenzele isandi (uKhuseleko lweSandi) Tu&rn on visual notifications for sounds (Sound Sentry)
1348Layita izihloko zeteksti ulungiselele ing&xoxo ethethwayo (xa ifumaneka) T&urn on text captions for spoken dialog (when available)
1349Layita okanye uvale Uphikiswano olu&Phezulu xa i-ALT + ekhohlo i-SHIFT ekhohlo + i-PRINT SCREEN icofiwe Turn on or off High Contrast when &left ALT + left SHIFT + PRINT SCREEN is pressed
1357Bonis&a umyalezo wokulumkisa xa uLayita isetingi Display &a warning message when turning a setting on
1358Yen&za isandi xa uLayita okanye ucima isetingi &Make a sound when turning a setting on or off
1360&Yenza isandi xa uLayita okanye ucima isetingi Make a sound when t&urning a setting on or off
1363B&onisa umyalezo wokulumkisa xa uLayita isetingi Display &a warning message when turning a setting on
1364Y&enza isandi xa uLayita okanye ucima isetingi &Make a sound when turning a setting on or off
1366Layita amaQhosha e&Mawusi Turn on &Mouse Keys
1368Layita aMaQhosha eZihl&uzi Turn on F&ilter Keys
1369Layita a&MaQhosha aNcangathi Tu&rn on Sticky Keys
1370&Izixhobo zeSandi neMixholo yokuViwayo &Audio Devices and Sound Themes
1372Uphikiswano oluphakamileyo High Contrast
1373Magnifier enlarges part of the screen. Magnifier enlarges part of the screen.
1374On-Screen Keyboard makes it possible to type using the mouse or another pointing device by clicking keys on a picture of a keyboard. On-Screen Keyboard makes it possible to type using the mouse or another pointing device by clicking keys on a picture of a keyboard.
1376Uphikiswano oluphakamileyo lwandisa ukuchasana kwimibala ukucutha ukudinwa kwamehlo nokwenza kube lula ukufunda izinto. Ukuyilayita, cinezela u-Shenxisa Ekhohlo+Ekhohlo Alt Ekhohlo+ Printa iSikrini. High contrast increases the contrast in colors to reduce eyestrain and make things easier to read. To turn it on, press Left Shift+Left Alt+ Print Screen.
1379Use the computer without a display Use the computer without a display
1380Yenza ikhompyutha ibe lula ukubonakala Make the computer easier to see
1381Use the computer without a mouse or keyboard Use the computer without a mouse or keyboard
1383Make the keyboard easier to use Make the keyboard easier to use
1384Use text or visual alternatives for sounds Use text or visual alternatives for sounds
1385Make it easier to focus on tasks Make it easier to focus on tasks
1386Awuqinisekanga ukuba uqale phi? Not sure where to start?
1387Get Help Get Help
1388Uncedo Help
1389Xa ukhetha ezi setingi, ziza kuqalisa ngokwazo ngalo lonke ixesha uLayita ikhompyutha. When you select these settings, they will automatically start each time you sign in.
1390Xa ukhetha ezi zixhobo, ziza kuqalisa ngokuzenzekelayo lonke ixesha usayina ungene. When you select these tools, they will automatically start each time you sign in.
1391Yenze ibe &yeyakho imbonakalo neziphumo zesandi Pe&rsonalize appearance and sound effects
1392Ity&huni elungileyo ibonakalisa iziphumo Fine tune display effe&cts
1393Yongeza ikhibhodi ye-Dvorak uze utshi&ntshe ezinye iisetingi ezifakelwe kwezinye iikhibhodi Add a Dvorak keyboard and chan&ge other keyboard input settings
1394Ikhompyutha yakho inakho ukuzilibala zonke ii-keystrokes eziphindiweyo okanye ungasenza isiqabu sexesha phambi kokuba yamkele ii-keystrokes eziphindiweyo. Your computer can ignore all repeated keystrokes or you can set the time interval before it accepts repeated keystrokes.
1395Ungazisebenzisa izixhobo kweli candelo ukuze zikuncede ukuba uqale. You can use the tools in this section to help you get started.
1396Ii-Windows zingafunda ziphinde zikhangele olu ludwe ngokuzenzekela. Cofa IBHA YESITHUBA ukuze ukhethe isixhobo esibonakalisiweyo. Windows can read and scan this list automatically. Press the SPACEBAR to select the highlighted tool.
1397Tshintsha umbala nobukhulu bezikhombisi zemawusi. Change the color and size of mouse pointers.
1399Get recommendations to make your computer easier to use. Get recommendations to make your computer easier to use.
1400These programs are available on this computer. Running more than one at a time might cause conflicts. These programs are available on this computer. Running more than one at a time might cause conflicts.
1401&Khetha indlela yombala wophikiswano oluphuzulu Choose a High Cont&rast color scheme
1402Isinqumleli sekhibhodi Keyboard shortcut
1403Ukufunda Reading
1406Seta ubukhulu bokuqhwanyaza kwekhesa Set the thickness of the blinking cursor
1407Zingahlala zivuleke ixesha elingakanani iibhokisi zencoko zezaziso ze-Windows? How long should Windows notification dialog boxes stay open?
1409Ufuna ukulicinezela ixesha elide kangakanani iqhosha phambi kokuba ikhompyutha yakho iyamkele isitrowukhu yeqhosha? How long do you want to hold down a key before your computer accepts the keystroke?
1410test test
1412Kumele ilinde ixesha elide kangakanani ikhompyutha phambi kokwamkela izitrowukhu zamaqhosha aphindwe ngokulandelelanayo? How long should the computer wait before accepting subsequent repeated keystrokes?
1413Isantya esiphezulu Top speed
1414Ukukhawulezisa Acceleration
1416Sebenzisa u&Nakano lweNtetho Use Speech Recog&nition
1417Yenza kube lula ukulawula ii-windows Make it easier to manage windows
1419Thintela ii-windows ekucwangcisweni ngokuzenzekelayo xa zishenxiselwa kumphetho wesikrini Prevent windows from being automatically arranged when moved to the edge of the screen
1422Ubuchwebeshe obuncedisayo Assistive Technology
14241429 1429
1431Lungisa iisetingi zokubamba kunye namaqhoshana Adjust settings for touch and tablets
1432Make touch and tablets easier to use Make touch and tablets easier to use
1433Cinezela iqhosha likaWindows kunye neqhosha lokwenyusa iVoluyum zombini kwiqhoshana lakho ungaqalisa isixhobo ekungeneka lula kuso. Sesiphi isixhobo sokungena lula ongathanda ukusikhupha? Pressing the Windows button and Volume up button together on your tablet can start an accessibility tool. Which accessibility tool would you like to be launched?
1435Ukukhupha isixhobo esiqhelekile Launching common tools
1437Isixhobo sokungena lula Accessibility tools
1438Khupha esi sixhobo kwisikrini sokubhalisa Launch this tool from the sign-in screen
1439Ukubamba kunye neethebhlethi Touch and tablets
1440Emva kokusayina ungene After sign-in
1441Ekubhaliseni At sign-in
1442Ukucinezela iqhosha le-Windows neqhosha lokuNyusa iVolyum kunye kwithabhlethi yakho zingaqalisa isixhobo sokufikelela. Ukutshintsha ukuba sisiphi isixhobo esilontshayo xa ucinezela la maqhosha emva kokuba usayine wangena, yiya kwikhasi loKwenza ukuchukumisa neethabhlethi zibe lula ukusetyenziswa. Pressing the Windows button and Volume Up button together on your tablet can start an accessibility tool. To change which tool launches when you press these buttons after you've signed in, go to the Make touch and tablets easier to use page.
5002Umgangatho we-Windows (ezinkulu) Windows Standard (large)
5003Windows Standard (extra large) Windows Standard (extra large)
5004Windows Black Windows Black
5005Windows Black (large) Windows Black (large)
5006Windows Black (extra large) Windows Black (extra large)
5007Windows Inverted Windows Inverted
5008Windows Inverted (large) Windows Inverted (large)
5009Windows Inverted (extra large) Windows Inverted (extra large)
6000Ease of Access Sign-in Settings Ease of Access Sign-in Settings
6001The System Restore Wizard failed to start. The System Restore Wizard failed to start.
6002You do not have the required privileges to change sign-in settings. You do not have the required privileges to change sign-in settings.
6003An unexpected error occured elevating your privileges. (0x%xL) An unexpected error occured elevating your privileges. (0x%xL)
6004Ease of Access Center. ,,,,,Make your computer easier to use. ,,,,,You can use the tools in this section to help you get started. Windows can read and scan this list automatically. Press the Spacebar to select the highlighted tool. Ease of Access Center. ,,,,,Make your computer easier to use. ,,,,,You can use the tools in this section to help you get started. Windows can read and scan this list automatically. Press the Spacebar to select the highlighted tool.
6005An unexpected error occurred displaying help topic. (0x%xL) An unexpected error occurred displaying help topic. (0x%xL)
6006An unexpected error occurred creating help interface. (0x%xL) An unexpected error occurred creating help interface. (0x%xL)
6007An unexpected error occurred linking to Color Scheme Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to Color Scheme Control Panel. (0x%xL)
6008An unexpected error occurred linking to the Display (Make fonts larger or smaller) Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Display (Make fonts larger or smaller) Control Panel. (0x%xL)
6009An unexpected error occurred linking to the Personalization Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Personalization Control Panel. (0x%xL)
6010An unexpected error occurred linking to the Speech Recognition Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Speech Recognition Control Panel. (0x%xL)
6011An unexpected error occurred linking to the Mouse Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Mouse Control Panel. (0x%xL)
6012An unexpected error occurred linking to the Keyboard Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Keyboard Control Panel. (0x%xL)
6013An unexpected error occurred linking to the Sound Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Sound Control Panel. (0x%xL)
6014An unexpected error occurred linking to the Text to Speech Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Text to Speech Control Panel. (0x%xL)
6015An unexpected error occurred linking to a URL. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to a URL. (0x%xL)
6016Ease of Access Center. ,,,,,Make your computer easier to use. ,,,,,You can use the tools in this section to help you get started. Windows can read and scan this list automatically. Press the Spacebar to select the highlighted tool. ,,,,,You can tab through the options and select them by pressing the Spacebar Ease of Access Center. ,,,,,Make your computer easier to use. ,,,,,You can use the tools in this section to help you get started. Windows can read and scan this list automatically. Press the Spacebar to select the highlighted tool. ,,,,,You can tab through the options and select them by pressing the Spacebar
6019An unexpected error occurred linking to the Region and Language Control Panel. (0x%xL) An unexpected error occurred linking to the Region and Language Control Panel. (0x%xL)
6020An unexpected error occurred starting or configuring a program to run automatically. (0x%xL) An unexpected error occurred starting or configuring a program to run automatically. (0x%xL)
6021An unexpected error occurred configuring program not to run. (0x%xL) An unexpected error occurred configuring program not to run. (0x%xL)

EXIF

File Name:accessibilitycpl.dll.mui
Directory:%WINDIR%\WinSxS\amd64_microsoft-windows-a..bilitycpl.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_8e6432fb1cfc29b6\
File Size:42 kB
File Permissions:rw-rw-rw-
File Type:Win32 DLL
File Type Extension:dll
MIME Type:application/octet-stream
Machine Type:Intel 386 or later, and compatibles
Time Stamp:0000:00:00 00:00:00
PE Type:PE32
Linker Version:14.10
Code Size:0
Initialized Data Size:41984
Uninitialized Data Size:0
Entry Point:0x0000
OS Version:10.0
Image Version:10.0
Subsystem Version:6.0
Subsystem:Windows GUI
File Version Number:10.0.15063.0
Product Version Number:10.0.15063.0
File Flags Mask:0x003f
File Flags:(none)
File OS:Windows NT 32-bit
Object File Type:Dynamic link library
File Subtype:0
Language Code:Xhosa
Character Set:Unicode
Company Name:Microsoft Corporation
File Description:Ufikelelo olwenziwe lula kwiphaneli yolawulo
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Internal Name:AccessibilityCpl
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original File Name:AccessibilityCpl.DLL.MUI
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Ole Self Register:
Directory:%WINDIR%\WinSxS\x86_microsoft-windows-a..bilitycpl.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_32459777649eb880\

What is accessibilitycpl.dll.mui?

accessibilitycpl.dll.mui is Multilingual User Interface resource file that contain Xhosa language for file accessibilitycpl.dll (Ufikelelo olwenziwe lula kwiphaneli yolawulo).

File version info

File Description:Ufikelelo olwenziwe lula kwiphaneli yolawulo
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Company Name:Microsoft Corporation
Internal Name:AccessibilityCpl
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original Filename:AccessibilityCpl.DLL.MUI
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Translation:0x434, 1200