3002 | Okwangoku alukho ukhetho lwamandla olufumanekayo. |
There are currently no power options available. |
3003 | Khetha isizathu esichaza ngokufanelekayo isizathu sokuba ufuna ukucima le PC |
Choose a reason that best describes why you want to shut down this PC |
3004 | Kukho omnye umntu osebenzisa le PC. Ukuba uyayicima ngoku, basenokophulukana nomsebenzi ongagcinwanga. |
Someone else is still using this PC. If you shut down now, they could lose unsaved work. |
3005 | Ukuba uyacima ngoku, wena nabanye abantu abasebenzisa le PC nisenokulahlekelwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
If you shut down now, you and any other people using this PC could lose unsaved work. |
3006 | Kukho omnye umntu osebenzisa le PC. Ukuba uyaqalisa kwakhona ngoku, basenokulahlekelwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
Someone else is still using this PC. If you restart now, they could lose unsaved work. |
3007 | Ukuba uyaqalisa kwakhona ngoku, wena nabanye abantu abasebenzisa le PC nisenokuphulukana nomsebenzi ongagcinwanga. |
If you restart now, you and any other people using this PC could lose unsaved work. |
3008 | Qhubeka |
Continue |
3009 | Vala ikhompyutha sekunjalo |
Shut down anyway |
3010 | Qalisa kwakhona sekunjalo |
Restart anyway |
3013 | Vala ikhompyutha |
Shut down |
3014 | Val&a ikhompyutha |
Sh&ut down |
3015 | Ivala lonke usetyenziso ize icime i-PC. |
Closes all apps and turns off the PC. |
3016 | Qala ngokutsha |
Restart |
3017 | Qala ng&okutsha |
&Restart |
3018 | Ivala lonke usetyenziso, icime i-PC, emva koko iyilayite kwakohna. |
Closes all apps, turns off the PC, and then turns it on again. |
3019 | Lala |
Sleep |
3020 | &Lala |
&Sleep |
3021 | I-PC ihlala ilayitile kodwa isebenzisa amandla amancinane. Usetyenziso luhlala luvulekile ukwenzele xa i-PC ivuka, ngokukhwuleza ubuyela apho ubuyeke khona. |
The PC stays on but uses low power. Apps stay open so when the PC wakes up, you’re instantly back to where you left off. |
3022 | Hayibhanetha |
Hibernate |
3023 | &Hayibhanetha |
&Hibernate |
3025 | Icima i-PC kodwa usetyenziso luhlala luvulekile. Xa i-PC ilayitile, ubuyela apho ubuyeke khona. |
Turns off the PC but apps stay open. When the PC is turned on, you’re back to where you left off. |
3026 | Hlaziya yaye ucime |
Update and shut down |
3027 | Hlaziya yaye uci&me |
Update and sh&ut down |
3029 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya i-PC, emva koko iyicime. |
Closes all apps, updates the PC, and then turns it off. |
3030 | Hlaziya yaye uqalise kwakhona |
Update and restart |
3031 | Hlaziya yaye &uqalise kwakhona |
Update and &restart |
3033 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya i-PC, iyicime, emva koko iyilayite kwakhona. |
Closes all apps, updates the PC, turns it off, and then turns it on again. |
3034 | Sayina uphume |
Sign out |
3035 | Ivala lonke usetyenziso ize ikusayinise uphume. |
Closes all apps and signs you out. |
3038 | Qhawula uqhagamshelwano |
Disconnect |
3039 | Iphelisa uqhagamshelwano lwakho kule PC ikude. |
Ends your connection to this remote PC. |
3040 | &Qhawula uqhagamshelwano |
&Disconnect |
3041 | S&ayina uphume |
S&ign out |
3042 | Tshixa |
Lock |
3043 | Ts&hixa |
L&ock |
3044 | Itshixa iakhawunti yakho kule PC. |
Locks your account on this PC. |
3045 | Ungalowudi nto |
Undock |
3046 | U&ngalowudi nto |
U&ndock |
3047 | Ishenxisa ilephutophu okanye ikhompyuthana yakho kwindawo ecuthiweyo. |
Removes your laptop or notebook computer from a docking station. |
3050 | Umlawuli wakho wenkqubo uzisusile ezinye izinto zokusebenza kwIakhawunti yalo umsebenzisi. |
The system administrator has disabled some power states for this user account. |
3052 | Tshintsha umsebenzisi |
Switch user |
3053 | Tshintsha abasebenzisi ngaphandle kokuvala usetyenziso. |
Switch users without closing apps. |
3054 | T&shintsha umsebenzisi |
S&witch user |
3100 | Khetha isizathu esichaza ngcono ukuba kutheni na ufuna ukuyicima le khompyutha |
Choose a reason that best describes why you want to shut down this computer |
3101 | Omnye umntu usayisebenzisa le khompyutha. Ukuba uyayicima ngoku, bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
Someone else is still using this computer. If you shut down now, they could lose unsaved work. |
3102 | Ukuba uyayicima ikhompyutha ngoku, wena nabaphi na abanye abantu abasebenzisa le khompyutha bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
If you shut down now, you and any other people using this computer could lose unsaved work. |
3103 | Omnye umntu usayisebenzisa le khompyutha. Ukuba uyiqalisa ngokutsha ngoku, bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
Someone else is still using this computer. If you restart now, they could lose unsaved work. |
3104 | Ukuba uyiqalisa ngokutsha ngoku, wena kunye nabanye abantu abasebenzisa le khompyutha bangalahlekwa ngumsebenzi ongagcinwanga. |
If you restart now, you and any other people using this computer could lose unsaved work. |
3105 | Ivala lonke usetyenziso, kwaye lucima ikhompyutha. |
Closes all apps and turns off the computer. |
3106 | Ivala lonke usetyenziso, lucima ikhompyutha, uze uyilayite kwakhona. |
Closes all apps, turns off the computer, and then turns it on again. |
3107 | Ikhompyutha ihlala isebenza kodwa isebezisa umbane ophantsi. Usetyenziso luhlala luvulekile xa ivukayo ikhompyutha, ngokuphanyaza kwelihlo ubuyela apho ubushiye khona. |
The computer stays on but uses low power. Apps stay open so when the computer wakes up, you’re instantly back to where you left off. |
3108 | Icima ikhompyutha kodwa usetyenziso luhlala luvulekile. Xa ikhompyutha icinyiwe, ubuyela apho ubushiye khona. |
Turns off the computer but apps stay open. When the computer is turned on, you’re back to where you left off. |
3109 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya ikhompyutha, ize iyicime. |
Closes all apps, updates the computer, and then turns it off. |
3110 | Ivala lonke usetyenziso, ihlaziya ikhompyutha, ilacima, ize ilayite kwakhona. |
Closes all apps, updates the computer, turns it off, and then turns it on again. |
3111 | Iphelisa uqhagamshelwano lwakho kule khompyutha ikude. |
Ends your connection to this remote computer. |
3112 | Itshixa iakhawunti yakho kule khompyutha. |
Locks your account on this computer. |