| 2 | Ubuyiselo |
Recovery |
| 4 | Log on using an administrator account and try again. |
Log on using an administrator account and try again. |
| 102 | Izixhobo eziphucukileyo zokubuyisela |
Advanced recovery tools |
| 103 | Lungisa iingxaki kwikhompyutha yakho ngokubuyisela utshitnsho olwenzileyo kwiiprogramu neesetingi. |
Fix problems on your computer by undoing changes you've made to programs and settings. |
| 104 | Seta kwakhona |
Reset |
| 105 | Ukuba ufuna ukubuyisela kwakhona i-PC yakho okanye okanye uqale kwakhona ngayo, ungayiseta kwakhona uze ususe yonke into. |
If you want to recycle your PC or start over with it, you can reset it and remove everything. |
| 106 | Qalisa |
Get Started |
| 107 | IziXhobo Eziphuculweyo |
Advanced tools |
| 108 | Vula uMbuyiseli-Nkqubo |
Open System Restore |
| 109 | Cima utshintsho lwamva nje kwisistimu, kodwa uzishiye ungqazitshintshanga iifayile ezifana needotyhumenti, imifanekiso kunye nomculo. |
Undo recent system changes, but leave files such as documents, pictures, and music unchanged. |
| 110 | Vula Isistimu yokuBuyisela |
Configure System Restore |
| 111 | Tshintsha iisetingi zokubuyisela, lawula ubukhulu bendawo kwidiskhi, kunye nokwenza okanye ukucimaiipoyinti zokubuyisela. |
Change restore settings, manage disk space, and create or delete restore points. |
| 112 | Yenza idrayivu yokufumana kwakhona |
Create a recovery drive |
| 113 | Yila idrayivu yokubuyisela ukuze ulungise iingxaki xa i-PC yakho ingakwazi ukuqala ngokutsha. |
Create a recovery drive to troubleshoot problems when your PC can't start. |
| 114 | Qalisa ngokutsha |
Refresh |
| 116 | Ukuba i-PC yakho ayiqhubi kakuhle, ungayiqalelisa ngokutsha ngaphandle kokuphulukana neefoto zakho, umculo, iividiyo kunye neefayile zakho buqu. |
If your PC isn’t running well, you can refresh it without losing your photos, music, videos, and other personal files. |
| 117 | Uncedo |
Help |
| 118 | System Restore is disabled by your system administrator. |
System Restore is disabled by your system administrator. |
| 119 | Ukuba ufumana iingxaki nge-PC yakho, yiya kwiiSetingi uzame ukuyiseta ngokutsha |
If you're having problems with your PC, go to Settings and try resetting it |
| 460 | Imbali yeFayile |
File History |
| 468 | Recovery |
Recovery |
| 469 | You need to be an administrator to perform this task |
You need to be an administrator to perform this task |
| 470 | System Restore could not start. |
System Restore could not start. |
| 471 | Reset could not start. |
Reset could not start. |
| 472 | RecoveryDrive could not start. |
RecoveryDrive could not start. |
| 473 | Refresh could not start. |
Refresh could not start. |