File name: | credprovslegacy.dll.mui |
Size: | 9728 byte |
MD5: | b2b180244a4d05a6d3ca4dce62014a61 |
SHA1: | 150c1295f3815fd49ad73d502e0247d9e254aa10 |
SHA256: | 6ca02ac67397b2965766dbfe8478db7aaee8489740003bf8cd3bccafd87cfcfa |
Operating systems: | Windows 10 |
Extension: | MUI |
If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.
id | Xhosa | English |
---|---|---|
101 | Iphaswedi ibingalunganga. Zama kwakhona. | The password is incorrect. Try again. |
102 | Iakhawunti yakho inezithintelo zexesha ezikuthintela ukuba ungayisebenzisi ikhompytha ngeli xesha. Nceda zama ngelinye ixesha. | Your account has time restrictions that prevent you from signing in at this time. Please try again later. |
103 | Iakhawunti yakho ilungiselelwe ukukuthintela ekubeni usebenzise le khompyutha. Nceda zama enye ikhompyutha. | Your account is configured to prevent you from using this PC. Please try another PC. |
104 | Iakhawunti yakho yenziwe ayasebenza. Nceda udibana nomlawuli wakho wenkqubo. | Your account has been disabled. Please see your system administrator. |
105 | Iakhawunti yakho iphelewe lixesha. Nceda dibana nomlawuli wakho wenkqubo. | Your account has expired. Please see your system administrator. |
106 | Ukusayina ungene ukude, udinga ilungelo lokusayina ungene ngeeSevisi yeDesktophu Ekude. Ngesiseko, amalungu eqela loMlawuli aneli lungelo. Ukuba iqela okulo alinalo eli lungelo, okanye okanye eli lungelo lishenxisiwe kwiqela loMlawuli, kufuneka unikwe eli lungelo ngesandla. | To sign in remotely, you need the right to sign in through Remote Desktop Services. By default, members of the Administrators group have this right. If the group you're in doesn't have this right, or if the right has been removed from the Administrators group, you need to be granted this right manually. |
107 | Ukusayina ungene ukude, udinga ilungelo lokusayina ungene ngeeSevisi yeDesktophu Ekude. Ngesiseko, amalungu eqela labaSebenzisi beDesktophu Ekude baneli lungelo. Ukuba iqela okulo alinalo eli lungelo, okanye okanye eli lungelo lishenxisiwe kwiqela loMlawuli, kufuneka unikwe eli lungelo ngesandla. | To sign in remotely, you need the right to sign in through Remote Desktop Services. By default, members of the Remote Desktop Users group have this right. If the group you're in doesn't have this right, or if the right has been removed from the Remote Desktop Users group, you need to be granted this right manually. |
109 | Iphaswedi ekule akhawunti ayinakutshintshwa ngeli xesha. | The password on this account cannot be changed at this time. |
110 | Iphasiwedi iphelelwe. Ukuseta iphasiwedi entsha, kehtha uKulungile, ukhethe Omnye umsebenzisi, phinda ufake iphasiwedi, uze ulandele imiyalelo kwisikrini. | Your password has expired. To set a new password, select OK, select Switch user, reenter your current password, and then follow the prompts on the screen. |
111 | Iphaswedi yakho iphelelwe lixesha kwaye kufuneka uyitshintshile. | Your password has expired and must be changed. |
112 | Indlela yokusayina ungene ozama ukuyisebenzisa ayivumelekanga. Ngenkcazelo engakumbi, qhagamshela umawuli wakho wenethiwekhi. | The sign-in method you're trying to use isn't allowed. For more info, contact your network administrator. |
113 | Iphaswedi yakho itshintshiwe. | Your password has been changed. |
114 | Sebenzisa i-smart card ukuze usayine ungene. | You must use a smart card to sign in. |
116 | Ezi phaswedi ungena ngazo azimatananga. | The passwords you entered did not match. |
117 | Nceda ungenise igama lokusebenza nepasiwedi. | Please enter a user name and password. |
121 | Igama lomsebenzisi okanye iphaswedi ayichananga. Zama kwakhona. | The user name or password is incorrect. Try again. |
125 | Iphaswedi entsha | New password |
126 | Qinisekisa Iphaswedi | Confirm password |
127 | Ngenisa | Submit |
13000 | Igama lomsebenzisi | User name |
13001 | Iphaswedi | Password |
13002 | Ipasiwedi Endala | Old password |
13005 | Igama elilula | Friendly name |
13006 | Ubume boMsebenzisi | User status |
13009 | Omnye umsebenzisi | Other user |
13010 | Vula i-PC | Unlock the PC |
13011 | Tshintsha iphaswedi | Change a password |
13012 | Sebenzisa iakhawunti eyahlukileyo | Use a different account |
13013 | Umfanekiso weakhawunti | Account picture |
13015 | Ndisayina ndingene njani kwenye idomeyini? | How do I sign in to another domain? |
13016 | Igama lohlobo lwedomeyini\igama lomsebenzisi wedomeyini ukusayina ungene kwenye idomeyini. Uhlobo %1\igama lomsebenzisi lasekuhlaleni ukusayina ungene kule PC kuphela (hayi idomeyini). |
Type domain name\domain user name to sign in to another domain. Type %1\local user name to sign in to this PC only (not a domain). |
13017 | Sayina ungene kwi: %s | Sign in to: %s |
13018 | Sayina ungene kwi | Sign in to |
13020 | Idomeyini: %s | Domain: %s |
13021 | Idomeyini | Domain |
13022 | Icebiso lePhaswedi | Password hint |
13023 | Seta kwakhona iPhaswedi | Reset password |
13024 | Yila idiski yokuseta ngokutsha iphaswedi | Create a password reset disk |
13025 | Isilumkiso ngephaswedi: %s | Password hint: %s |
13026 | Khumbula iziqinisekiso zam | Remember my credentials |
13028 | Iphaswedi yeakhawunti yale ndawo okanye yedomeyini | Local or domain account password |
13029 | Asikwazi ukuqhagamshela okwangoku. Nceda ujonge inethiwekhi yakho uzame kwakhona. | We are unable to connect right now. Please check your network and try again later. |
13030 | Iakhawunti yakho yomsebenzi okanye ywesikolo | Your work or school account |
13031 | Awunako ukusayina ungene nge-ID yomsebenzisi kule fomethi. Zama ukusebenzisa idilesi yeimeyile yakho endaweni yoko. | You can't sign in with a user ID in this format. Try using your email address instead. |
13032 | Idilesi yeimeyile | Email address |
17004 | I-PIN | PIN |
17005 | Ubhaliso lwakho lokusayina nge-PIN luqulethe iphaswedi endala. Nceda usayine ungene ngephaswedi yakho entsha. | Your PIN Sign-in enrollment contains an old password. Please sign in with your new password. |
17006 | I-PIN ayichananga. Zama kwakhona. | The PIN is incorrect. Try again. |
17028 | Ubhaliso lwakho lokusayina nge-PIN luhlaziywe ngempumelelo ngephaswedi yakho yangoku. | Your PIN Sign-in enrollment has been successfully updated with your current password. |
17546 | Iphaswedi yomfanekiso | Picture password |
17547 | Ubhaliso lwakho lwephaswedi yomfanekiso iqulethe iphaswedi endala. Nceda usayine ungene ngephaswedi yakho entsha. | Your picture password enrollment contains an old password. Please sign in with your new password. |
17548 | Iphaswedi yomfanekiso ayichananga. Zama kwakhona. | The picture password is incorrect. Try again. |
17584 | Ubhaliso lwephaswedi yomfanekiso ihlaziywe ngempumelelo ngephaswedi yakho yangoku. | Your picture password enrollment has been successfully updated with your current password. |
File Description: | Ilegesi yeziNikeli zeeNkcukacha |
File Version: | 10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800) |
Company Name: | Microsoft Corporation |
Internal Name: | credprovslegacy.dll |
Legal Copyright: | © Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe. |
Original Filename: | credprovslegacy.dll.mui |
Product Name: | Microsoft® Windows® Operating System |
Product Version: | 10.0.15063.0 |
Translation: | 0x434, 1200 |