File name: | sendmail.dll.mui |
Size: | 6144 byte |
MD5: | aab20941c32c9e1153283c4ebdd28f5f |
SHA1: | f87ea9d05904bfa8d2325810922c48b7bc440ee3 |
SHA256: | 4517cbfb56680693ecabe80d052451aace2e4f57e5fd7fc7a9c050073b8ba369 |
Operating systems: | Windows 10 |
Extension: | MUI |
If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.
id | Xhosa | English |
---|---|---|
4 | UmThunyelelwa weposi | Mail recipient |
5 | Thumela umYalezo nge-iMeyile.url | Send Mail Message.url |
9 | Olu hlobo loxwebhu alunakuthunyelwa njengeposi. Uyafuna ukuyithumela njengeNdlela-mfutshane kunoko? | The current document type can not be sent as mail. Would you like to send a Shortcut instead? |
11 | Ilungiselela ukuthumela: | Preparing to send: |
12 | Umyalezo wakho ukulungele ukuthunyelwa nale fayili okanye ilinki yesiqhoboshelo:
|
Your message is ready to be sent with the following file or link attachments:
|
13 | IyaImeyila: | Emailing: |
17 | Indlela emfutshane eya: %s | Shortcut to: %s |
18 | Qaphela: Ukukhusela kwiivayirasi zekhompyutha, iiprogram zeimeyile zinokukuthintela ukuthunyelwa okanye ukwamkelwa kweentlobo ezithile zezifakelo zefayile. Khangela iisetingi zakho zokhuseleko lweimeyile ukumisela ukuba ziphathwa njani na izifakelo. |
Note: To protect against computer viruses, e-mail programs may prevent sending or receiving certain types of file attachments. Check your e-mail security settings to determine how attachments are handled. |
19 | Qhoboshela iiFayile | Attach Files |
20 | IDesktophu njengeNdlela-mfutshane | Desktop as Shortcut |
21 | IDesktophu (yenza isinqumleli) | Desktop (create shortcut) |
22 | U Thumela i-Imeyile akakwazanga ukulinganisa kwakhona ezi fayili zilandelayo: |
Send Email was unable to resize the following files: |
23 | Iifayile zeImeyili | E-mail Files |
24 | Ezi fayili azinaku-imeyilwa ngokuba ayikho isikhokelo se imeyili kule khompyutha | These files can't be e-mailed because there's no e-mail program on this computer |
25 | Fakela iprogram ye-imeyili uzame kwakhona. | Install an e-mail program and try again. |
26 | INkonzo yePosi | Mail Service |
27 | Indlela emfutshane ye-Desktopu | Desktop Shortcut |
28 | Ifayile enye nangaphezulu ayifakelelwanga kumyalezo kuba amagama azo aqulethe iikharektha ezikhethekileyo. Nceda thiya iifayili ngokutsha, okanye sebenzisa inkqubo zeimeyili ukufakela uthumele iifayili. | One or more files have not been attached to the message because their names contain special characters. Please rename the files, or use the e-mail program to attach and send the files. |
30 | &Isayizi yomfanekiso: | Picture &size: |
33 | Isayizi othekelelweyo opheleleyo: | Total estimated size: |
34 | Ncinci: 800 x 600 | Small: 800 x 600 |
35 | Phakathi: 1024 x 768 | Medium: 1024 x 768 |
36 | Nkulu: 1280 x 1024 | Large: 1280 x 1024 |
47 | Ncinane: 640 x 480 | Smaller: 640 x 480 |
48 | Isayizi Wokuqala | Original Size |
57 | %1!u! ye- %2!u! | %1!u! of %2!u! |
407 | Irhoxisa... | Canceling... |
0x30000000 | Info | Info |
0x30000001 | Start | Start |
0x30000002 | Stop | Stop |
0x50000004 | Information | Information |
0x90000001 | Microsoft-Windows-SendTo | Microsoft-Windows-SendTo |
File Description: | Thumela iMeyile |
File Version: | 10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800) |
Company Name: | Microsoft Corporation |
Internal Name: | sendmail |
Legal Copyright: | © Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe. |
Original Filename: | SENDMAIL.DLL.MUI |
Product Name: | Microsoft® Windows® Operating System |
Product Version: | 10.0.15063.0 |
Translation: | 0x434, 1200 |