fingerprintcredential.dll.mui Inkcazelo Yemigca Yeminwe yeWinBio a738f36d2f07c4d17618569410c6c36e

File info

File name: fingerprintcredential.dll.mui
Size: 9728 byte
MD5: a738f36d2f07c4d17618569410c6c36e
SHA1: 518c2dea34f3899bd758d2d1f4ecef4f567255ed
SHA256: 5874c3247e4989b78cd82519809e7548cde778eeb40d03a07bab9edea3d6ec2c
Operating systems: Windows 10
Extension: MUI

Translations messages and strings

If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.

id Xhosa English
1Imigca yeminwe Fingerprint
2Ukusayina ungene, skena umnwe obhalisiweyo kwindawo efunda imigca yomnwe. To sign in, scan a registered finger on the fingerprint reader.
3Ukuvula i-PC, skena umnwe obhalisiweyo kwindawo efunda imigca yeminwe. To unlock the PC, scan a registered finger on the fingerprint reader.
101I-Windows ayikwazanga ukusayina ungene. Windows couldn’t sign you in.
110Isixhobo sakho sinengxaki yokukhumbula. Zama kamva kwakhona. Your device is having trouble recognizing you. Please try again.
111Ayiyikhumbuli imigca yeminwe. Qiniseka ukuba umisele imigca yeminwe kwi-Windows Hello. Couldn’t recognize that fingerprint. Make sure you’ve set up your fingerprint in Windows Hello.
112Iphasiwedi ayichananga. The password is incorrect.
113Iphasiwedi egcinwe kuludwe lwemigca yeminwe ayichananga. The password saved in the fingerprint database is not correct.
116Imigca yeminwe yokungena ayingeni ngomlawuli wakho. Fingerprint sign-in is currently disabled by your administrator.
117Imigca yeminwe yokungena irhoxisiwe ngumlawuli wakho. Fingerprint sign-in is currently disabled by your administrator.
118Uxolo, i-Windows ayikwazi ukungena ngemigca yeminwe. Zama ukungena nge-PIN yakho. Sorry, Windows couldn’t sign you in with your fingerprint. Try signing in with your PIN.
119I-Windows Hello iye yathintelwa ngenxa yokusayina ungene kaninzi. Ukuze uvule i-Hello, sayina ungene nge-PIN yakho. Windows Hello has been blocked due to too many sign-in attempts. To unblock Hello, sign in with your PIN.
120I-Windows ayikwazi ukufumana izibonelelo ezaneleyo ukugqibezela ukusayina ngemigca yeminwe. Zama enye indlela yokusayina. Windows didn’t have sufficient resources to complete a fingerprint sign-in. Try another sign-in method.
140Faka iphasiwedi ukuze usayine ungene kwimigca yeminwe. Enter your password to turn on fingerprint sign-in.
141Faka iphasiwedi ngoku ukuze uvale imigca yeminwe. Enter your current password to enable fingerprint unlock.
143Phakamisa umnwe wakho kancinane. Move your finger slightly higher.
144Hlisa umnwe wakho kancinane. Move your finger slightly lower.
145Hambisa umnwe wakho kancinane ngasekhohlo. Move your finger slightly to the left.
146Hambisa umnwe wakho kancinane ngasekunene. Move your finger slightly to the right.
147Hambisa umnwe wakho ngokucothayo ngakumbi uxwesa. Move your finger more slowly across the reader.
148Hambisa umnwe wakho ngokukhawuleza ngakumbi uxwesa. Move your finger more quickly across the reader.
149Zama ukubamba umnwe ngokuthe nca nangokuthe ngqo xa usebenzisa imigca yeminwe. Try holding your finger flat and straight when using the fingerprint reader.
150Zama ukusebenzisa isitroki eside uxweswe kufundo lwemigca yeminwe. Try using a longer stroke across the fingerprint reader.
151Isixhobo sinengxaki yokukhumbula. Qiniseka ukuba isensa icocekile. Your device is having trouble recognizing you. Make sure your sensor is clean.
152Kukho umntu osele esayine wangena kwesi sixhobo. Kufuneka baphume ngaphambi kokuba wena ungene. Someone is already signed in on this device. They need to sign out before you can sign in.
153Isixhobo sakho sinengxaki yokukhumbula. Sicela uzame kwakhona. Your device is having trouble recognizing you. Please try again.
154Uxolo, kukho into engahambi kakuhle. Sicela uzame kwakhona. Sorry, something went wrong. Please try again.
155I-Windows ayinakwazanga ukusebenzisa inkcazelo yemigca yeminwe kuba ayikwazanga ukuqhagamshela kwidomeyini yakho. Zama ukuqhagamshela kwenye inethiwekhi. Windows could not use your fingerprint credentials because it could not contact your domain. Try connecting to another network.
156Omnye umsebenzisi uvale esi sixhobo. Ukuze usayine cinezela Esc, uze ucofe Omnye umsebenzisi. Another user has locked this device. To sign in, press Esc, and then click Switch user.
159Imigca yeminwe ayisebenzi kule akhawunti. That fingerprint isn’t registered for this account.
164Ezi phaswedi ungena ngazo azimatananga. The passwords you entered did not match.
165Iakhawunti yakho inezithintelo zexesha ezikuthintela ukuba usayine ungene okwangoku. Zama kwakhona kamva. Your account has time restrictions that keep you from signing in right now. Try again later.
166Ikhawunti yakho ilungiselelwe ukuthintela wena ukusebenzisa le khompyutha. Sicela uzame kwenye ikhompyutha. Your account is configured to prevent you from using this computer. Please try another computer.
167Iakhawunti yakho yenziwe ayasebenza. Qhagamshela umlawuli wakho wenkqubo. Your account has been disabled. Contact your system administrator.
168Iakhawunti yakho iphelelwe lixesha. Qhagamshela umlawuli wakho wenkqubo. Your account has expired. Contact your system administrator.
169Awunokusayina ungene ngenxa yezithintelo zeakhawunti. You can’t sign in because of an account restriction.
170Iphaswedi ekule akhawunti ayinakutshintshwa ngeli xesha. The password on this account cannot be changed at this time.
171Iphasiwedi iphelelwe. Ukuseta iphasiwedi entsha, khetha uKulungile, ukhethe Omnye umsebenzisi, phinda ufake iphasiwedi, uze ulandele imiyalelo kwisikrini. Your password has expired. To set a new password, select OK, select Switch user, reenter your current password, and then follow the prompts on the screen.
172Iphaswedi yakho iphelelwe lixesha kwaye kufuneka uyitshintshile. Your password has expired and must be changed.
174Indlela yokusayina ungene oyisebenzisayo ayivumelekanga kule PC. Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi, qhagamshelana nomlawuli wenethiwekhi yakho. The sign-in method you’re trying to use isn’t allowed on this PC. For more info, contact your network administrator.
1011Ukungena ngemigca yeminwe Fingerprint sign-in
1012Bonisa igama Display name
1013Ubume bomsebenzisi User status
1014Imiyalelo yokungena ngemigca yeminwe Fingerprint sign-in prompt
1015Iphaswedi yangoku Current password
1016Iphaswedi entsha New password
1017Qinisekisa iphaswedi Confirm password
1018Kulungile OK
1101Ukuvula kwemigca yeminwe Fingerprint unlock

EXIF

File Name:fingerprintcredential.dll.mui
Directory:%WINDIR%\WinSxS\amd64_microsoft-windows-s..redential.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_fc1bb4166b5ba07b\
File Size:9.5 kB
File Permissions:rw-rw-rw-
File Type:Win32 DLL
File Type Extension:dll
MIME Type:application/octet-stream
Machine Type:Intel 386 or later, and compatibles
Time Stamp:0000:00:00 00:00:00
PE Type:PE32
Linker Version:14.10
Code Size:0
Initialized Data Size:9216
Uninitialized Data Size:0
Entry Point:0x0000
OS Version:10.0
Image Version:10.0
Subsystem Version:6.0
Subsystem:Windows GUI
File Version Number:10.0.15063.0
Product Version Number:10.0.15063.0
File Flags Mask:0x003f
File Flags:(none)
File OS:Windows NT 32-bit
Object File Type:Dynamic link library
File Subtype:0
Language Code:Xhosa
Character Set:Unicode
Company Name:Microsoft Corporation
File Description:Inkcazelo Yemigca Yeminwe yeWinBio
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Internal Name:fingerprintcredential
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original File Name:fingerprintcredential.dll.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Directory:%WINDIR%\WinSxS\wow64_microsoft-windows-s..redential.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_06705e689fbc6276\

What is fingerprintcredential.dll.mui?

fingerprintcredential.dll.mui is Multilingual User Interface resource file that contain Xhosa language for file fingerprintcredential.dll (Inkcazelo Yemigca Yeminwe yeWinBio).

File version info

File Description:Inkcazelo Yemigca Yeminwe yeWinBio
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Company Name:Microsoft Corporation
Internal Name:fingerprintcredential
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original Filename:fingerprintcredential.dll.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Translation:0x434, 1200