200 | Ukuba indawo ilayitile, umntu ngamnye osebenzisa esi sixhobo angakhetha iisetingi zakhe zendawo. |
If location is on, each person using this device can choose their own location settings. |
201 | Indawo yesi sixhobo icimile |
Location for this device is off |
203 | Tshintsha |
Change |
210 | Inkonzo yendawo |
Location service |
212 | Ukuba inkonzo yendawo ilayitiwe, i-Windows, iusetyenziso, neenkonzo zingasebenzisa indawo yakho, kodwa zisenokucima indawo kusetyenziso oluthile. |
If the location service is on, Windows, apps, and services can use your location, but you can still turn off location for specific apps. |
213 | Indawo ejikelele |
General location |
214 | Usetyenziso olungakwaziyo ukusebenzisa indawo yam ethe ngqo lungasebenzisa indawo yam ejikelele, njengesixeko, ikhowudi ye-zip, okanye ingingqi. |
Apps that cannot use my precise location can still use my general location, such as city, zip code, or region. |
220 | Ukuba usetyenziso lusebenzisa indawo yakho, uza kubona le ayikhon: |
If an app is using your location, you’ll see this icon: |
221 | Bonisa iayikhon yendawo |
Show location icon |
230 | Ukuba indawo ilayitiwe, imbali yakho yendawo igcinwa ixesha elisikelwe umda kwisixhobo, yaye ingasetyenziswa lusetyenziso olusebenzisa indawo yakho. |
If location is on, your location history is stored for a limited time on the device, and can be used by apps that use your location. |
231 | Susa |
Clear |
232 | Susa imbali kwesi sixhobo |
Clear history on this device |
233 | Ukusebenzisa imbali yendawo |
Uses location history |
240 | Seta isiseko |
Set default |
241 | I-Windows, usetyenziso, neenkonzo zingasebenzisa oku xa singakwazi ukubona eyona ndawo ithe ngqo kule PC. |
Windows, apps, and services can use this when we can’t detect a more exact location on this PC. |
250 | Ijiyofensi ithetha ukuba ukusebenzisa indawo yakho ukubona xa ungena okanye uphuma kumda ozotywe ukungqonga indawo ebangela umdla. |
Geofencing means using your location to see when you cross in or out of a boundary drawn around a place of interest. |
251 | Usetyenziso olunye okanye olungakumbi lusebenzisa ijiyofensi. |
One or more of your apps are currently using geofencing. |
252 | Akukho nalunye kusetyenziso lwakho ngoku olusebenzisa ijiyofensi. |
None of your apps are currently using geofencing. |
260 | Iindawo ezingenamvume |
Sites still need permission |
261 | Cortana |
Cortana |
262 | Imbali yendawo kufuneka ilayitwe ukuze i-Cortana isebenze |
Location history must be on for Cortana to work |
263 | Yenziwe ayasebenza yipolisi yenkampani |
Disabled by company policy |