If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.
id |
Xhosa |
English |
100 | I-SKYDRIVE_BRAND_NAME sakho sigcwele |
Your SKYDRIVE_BRAND_NAME is full |
101 | Thenga ugcino olungakumbi |
Buy more storage |
102 | Sukuhoya |
Ignore |
103 | Sisandula ukuzama ukulalela idatha yosetyenziso lwakho neesetingi ze-PC yakho nedatha yosetyenziso kwi-SKYDRIVE_BRAND_NAME, kodwa akukhange kubekho sithuba saneleyo. Ungathenga ugcino olungakumbi okanye yiya kwiisetingi ze-PC ukuze ulawule isithuba sogcino lwakho. |
We just tried backing up your app data and PC settings to SKYDRIVE_BRAND_NAME, but there wasn’t enough space. You can buy more storage or go to PC settings to manage your storage space. |
104 | Lawula ugcino |
Manage storage |
105 | Ubuyiselo alukwazanga ukugqityezelwa |
Restore could not be completed |
106 | Kulungile |
OK |
107 | Asikwazanga ukukopa iisetingi zakho ukusuka kwi-SKYDRIVE_BRAND_NAME.. Zama ukuya kwicandelo leeAkhawunti kwiisetingi zePC, ukhuphe uqhagamshelo lweakhawunti yakho yeMicrosoft kule PC uze uyongeze kwakhona. Ukuba ayisebenzi, ungazama ukuphinda usete iPC yakho kwiisetingi zayo zasefektri, uze uphinde wongeze iakhawunti yakho. |
We weren’t able to copy your settings over from SKYDRIVE_BRAND_NAME. Try going to the Accounts section of PC settings, disconnect your Microsoft account from this PC, and then add it again. If that doesn’t work, you can try resetting your PC to its factory settings, and then adding your account again. |
112 | Isithuba sediski esisezantsi |
Low disk space |
113 | Uphelelwa sisithuba kule PC. Lawula ugcino ukuze ubone ukusebenzisa uze uvule isithuba esithile. |
You’re running out of space on this PC. Manage storage to view usage and free up some space. |
114 | Musa ukundikhumbuza kwakhona |
Don’t remind me again |
115 | Vala |
Close |