DevicePairing.dll.mui Ulwandiso lweqokobhe ukwenzela ukuHanjiswa ngambini kweSixhobo 8e9658fd9dcb6f6e69214c489abd438a

File info

File name: DevicePairing.dll.mui
Size: 10240 byte
MD5: 8e9658fd9dcb6f6e69214c489abd438a
SHA1: f7f74f2954567f4774c9b5c96d2a4f1c7cc2bdcb
SHA256: 8effefe8fb4fecf43a7f16f5f10fbc86d2deb4c3b56627e150b65d010627e6d3
Operating systems: Windows 10
Extension: MUI

Translations messages and strings

If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.

id Xhosa English
101ikhowudi yokudlulela passcode
102I-WPS PIN WPS PIN
103isixhobo device
104%1!s!, %2!s! %1!s!, %2!s!
106Ii-PIN ze-WPS WPS PINs
107%1!s!
%2!s!
%1!s!
%2!s!
1601Yongeza isixhobo Add a device
1602Iyanxibelela Connecting
1604Awuyifumani into oyikhangelayo? Not finding what you’re looking for?
1607Bona iiNkcukacha View Details
3999Akukho sixhobo sifunyanwayo No devices found
4000Ikhangela isixhobo Searching for devices
4001Khetha isixhobo Select a device
4004Khetha isixhobo okanye isishicileli ukusongeza kule PC Choose a device or printer to add to this PC
4005Asikwazi ukuyifumana loo printa We can’t find that printer
4006Oko akusebenzanga That didn’t work
4007Kukho okuninzi kokwenziwa There’s more to do
4008Liphelile ixesha Time’s up
4009Matanisa i- %1!s! Compare the %1!s!
4010Ngenisa i-%1!s! kwi %2!s! yakho Enter a %1!s! into your %2!s!
4011Ngenisa i- %1!s! yee-%2!s! zakho. Enter the %1!s! for your %2!s!
4012Iqhagamshela kwi-%2!s! Connecting to %2!s!
4201Ungayifumana i-%1!s! kwi- %2!s! yakho okanye kwiinkcukacha eziphume nayo. You can find the %1!s! on your %2!s! or in the info that came with it.
4202Ungafumana i %1!s! phakathi kwe- %2!s!. You might need to enter the same %1!s! into the %2!s!.
4204I-%1!s! ayilunganga. Zama kwakhona. That %1!s! isn’t right. Try again.
4207Qhagamshela i-%1!s! kule PC kuphela. Connect your %1!s! only to this PC.
4208Uqhagamshela i%1!s! yakho kule PC kuphela. You’re connecting your %1!s! only to this PC.
4211Chwetheza oku%1!s! kwi %2!s! yakho, emveni koko ucinezele u-Faka okanye u-OK kwi- %3!s!. Type this %1!s! into your %2!s!, and then press Enter or OK on the %3!s!.
4212Tayipha le %1!s! kwi- %2!s! yakho, uze ucofe Ngenisa kwi- %3!s!. Type this %1!s! into your %2!s!, and then press Enter on the %3!s!.
4213Loo nto khange isebenze. Ngenisa le %1!s!. That didn’t work. Enter this %1!s!.
4221Ingaba i- %1!s! kwi-%2!s! iyamatana nale? Does the %1!s! on %2!s! match this one?
4223Ewe Yes
4224&Ewe &Yes
4225Hayi No
4226&Hayi &No
4227Yongeza Add
4228Gqiba Finish
4231Landela nayiphi na imiyalelo kwi-%1!s! yakho. Follow any instructions on your %1!s!.
4241Zama ukufaka i-%3!s! yakho kwakhona, okanye jonga kumenzi akunikeze imiyalelo yokumiselwa eyongezelelweyo. Try adding your %3!s! again, or check with the manufacturer for additional setup instructions.
4242I-%1!s! yakho iyekile ukulinda. Phinda uzame ukuyongeza. Your %1!s! quit waiting. Try adding it again.
4243Loo %2!s! ayilunganga. Phinda uzame i- %1!s! kwakhona. That %2!s! isn’t right. Try adding your %1!s! again.
4244Phinda uzame, uze ukhangele i-%2!s! Try again, and check the %2!s!. Or, try it again without a %2!s!.
4246I-Windows azinayo iprofayili yenethwekhi yesi sixhobo. Windows doesn’t have a network profile for this device.
4247Ufanele uqhagamshele kwinethwekhi engenazingcingo ngaphambi kokuba wongeze esi sixhobo You must be connected to a wireless network before adding this device.
4248I-Windows ayinayo iprofayili yenethwekhi exhaswayo yesi sixhobo. Windows doesn’t have a supported network profile for this device.
4249Ukongeza i-%1!s! yakho akukhange kusebenze. Qala uyishenxise kwi-PC yakho, uphinde uzame. Adding your %1!s! didn’t work. First remove it from your PC, and then try again.
4250Zama kwakhona, uqiniseke i-%1!s! yakho isakwazi ukufumaneka. Try again, and make sure your %1!s! is still discoverable.
4251Ngaphambi kokuba wongeze le printa, kudingeka ufakele idrayivu yayo. Fumana idrayivu kwiwebhu okanye sebenzisa idiski ephume neprinta, emva koko uzame kwakhona. Before you can add this printer, you need to install a driver for it. Find the driver on the web or use the disc that came with the printer, and then try again.
4252Asikwazi ukuqhagamshela kwiseva yeprinta. Oku kunokwenzeka ukuba iseva yeprinta iye yathiywa ngokutsha, yacinywa, okanye iye yafuduselwa kwenye inethiwekhi. Zama ukufakela kwakhona iprinta okanye qhagamshela umlawuli wenethiwekhi yakho ngoncedo. We can’t connect to the print server. This can happen if the print server was renamed, deleted, or moved to a different network. Try reinstalling the printer or contact your network administrator for help.
4253Asikwazanga ukufumana iprinta ozama ukuyifakela. Jonga ukuze ubone enoba iprinta thiywe ngokutsha nauze uzame ukuyifakela kwakhona okanye uqhagamshele umlawuli wenethiwekhi yakho ngoncedo. We can’t find the printer you’re trying to install. Check to see if the printer was renamed and try to install it again or contact your network administrator for help.
4254Awunako ukuprinta kuloo printa kuba umlawuli wenethwekhi yakho uluthintele ufikelelo. The printer isn’t available because your network administrator restricted access to it.
4255Asikwazi ukufakela le printa okwangoku. Zama kwakhona kamva okanye qhagamshela umlawuli wenethiwekhi yakho ngoncedo. We can’t install this printer right now. Try again later or contact your network administrator for help.
4256Vala Close
4257&Vala &Close
4258Rhoxisa Cancel
4259Qhubeka Continue
4260Iprinta: %1!s! Printer: %1!s!
4261Umzila: %1!s! Path: %1!s!
4262Impazamo: #%1!d! Error: #%1!d!
4263Ifomati ye-%2!s! ayilunganga. Phinda uzame ukudibanisa i-%1!s!. The format of the %2!s! isn’t right. Try adding your %1!s! again.
4300Okanye zama ukuyongeza nge-%1!s!. Or, try adding it with a %1!s!.
4301Okanye, uzame ukufaka i- %1!s! kuyo. Or, try entering a %1!s! on it.
4302Okanye ukuyongeza ngeqhosha Or, try adding it with a button.
4303Okanye zama ukuyongeza ngaphandle kwe-%1!s!. Or, try adding it without a %1!s!.
4304Okanye vumela i-PC yakho ikuyilele i-%1!s!. Or, let your PC create a %1!s! for you.
6200Iprinta endiyifunayo ayidweliswanga The printer that I want isn't listed
7010Isixhobo Device
71008;Normal;None;Segoe UI 8;Normal;None;Segoe UI
71019;Normal;None;Segoe UI 9;Normal;None;Segoe UI
71029;Normal;Underline;Segoe UI 9;Normal;Underline;Segoe UI
710311;Normal;None;Segoe UI 11;Normal;None;Segoe UI
710411;Semilight;None;Segoe UI 11;Semilight;None;Segoe UI
710513;Normal;None;Segoe UI 13;Normal;None;Segoe UI
710617;Normal;None;Segoe UI 17;Normal;None;Segoe UI
710720;Light;None;Segoe UI 20;Light;None;Segoe UI
710842;Semibold;None;Segoe UI 42;Semibold;None;Segoe UI

EXIF

File Name:DevicePairing.dll.mui
Directory:%WINDIR%\WinSxS\amd64_microsoft-windows-d..airingdll.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_e4757100afae9f25\
File Size:10 kB
File Permissions:rw-rw-rw-
File Type:Win32 DLL
File Type Extension:dll
MIME Type:application/octet-stream
Machine Type:Intel 386 or later, and compatibles
Time Stamp:0000:00:00 00:00:00
PE Type:PE32
Linker Version:14.10
Code Size:0
Initialized Data Size:9728
Uninitialized Data Size:0
Entry Point:0x0000
OS Version:10.0
Image Version:10.0
Subsystem Version:6.0
Subsystem:Windows GUI
File Version Number:10.0.15063.0
Product Version Number:10.0.15063.0
File Flags Mask:0x003f
File Flags:(none)
File OS:Windows NT 32-bit
Object File Type:Dynamic link library
File Subtype:0
Language Code:Xhosa
Character Set:Unicode
Company Name:Microsoft Corporation
File Description:Ulwandiso lweqokobhe ukwenzela ukuHanjiswa ngambini kweSixhobo
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Internal Name:DevicePairing
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original File Name:DevicePairing.dll.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Directory:%WINDIR%\WinSxS\x86_microsoft-windows-d..airingdll.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_8856d57cf7512def\

What is DevicePairing.dll.mui?

DevicePairing.dll.mui is Multilingual User Interface resource file that contain Xhosa language for file DevicePairing.dll (Ulwandiso lweqokobhe ukwenzela ukuHanjiswa ngambini kweSixhobo).

File version info

File Description:Ulwandiso lweqokobhe ukwenzela ukuHanjiswa ngambini kweSixhobo
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Company Name:Microsoft Corporation
Internal Name:DevicePairing
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original Filename:DevicePairing.dll.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Translation:0x434, 1200