| 1 | INgingqi |
Region |
| 2 | Khastomayiza zikulungele ukubonisw kwelwimi, iinombolo, amaxesha, kunye nemihla. |
Customize settings for the display of languages, numbers, times, and dates. |
| 4 | Khastomayiza iFomathi |
Customize Format |
| 5 | Enye nangaphezulu kwiisetingi zakho zommandla ayisebenzi. Ukulungisa le ngxaki bona kwaye ulungise iisetingi zekhastom. |
One or more of your regional settings are invalid. To fix this problem review and correct the customizable settings. |
| 8 | .7 |
.7 |
| 9 | 0.7 |
0.7 |
| 10 | Imetrikhi |
Metric |
| 11 | I-U.S. |
U.S. |
| 12 | Enye okanye ezininzi zeempawu ozifakileyo kule ndawo azisebenzi. Zama ukusebenzisa iimpawu ezahlukeneyo. |
One or more of the characters you entered in this field are invalid. Try using different characters. |
| 13 | Enye okanye ezininzi zeempawu ozifakile u %s azisebenzi. Zama ukusebenzisa uphawu olwahlukeneyo okanye fakela isithuba esingenanto. |
One or more of the characters you entered for %s are invalid. Try using a different character or enter a blank space. |
| 14 | Isimboli yedesimali |
Decimal Symbol |
| 15 | Uphawu olurhoxayo |
Negative Sign |
| 16 | Isimboli yokuBeka ngamaqela |
Grouping Symbol |
| 18 | Isimboli ye-AM |
AM Symbol |
| 19 | Isimboli ye-PM |
PM Symbol |
| 21 | Isimboli yeMali yelizwe |
Currency Symbol |
| 22 | Isimboli yedesimali yekharensi |
Currency Decimal Symbol |
| 23 | Isimboli yokuBeka ngamaqela iMali yelizwe |
Currency Grouping Symbol |
| 24 | Enye okanye ezininzi zeempawu ozifakele %s ifomathi azisebenzi. Zama ukusebenzisa iimpawu ezahlukileyo. |
One or more of the characters you entered for the %s format are invalid. Try using different characters. |
| 25 | Ixesha Elide |
Long Time |
| 26 | Umhla omfutshane |
Short Date |
| 27 | Umhla omde |
Long Date |
| 28 | Inani kule ndawo kufuneka kube yinombolo ephakathi kuka 99 kunye no-9999. Zama ukusebenzisa inombolo eyahlukileyo. |
The value in this field must be a number between 99 and 9999. Try using a different number. |
| 29 | Ixesha Elifutshane |
Short Time |
| 30 | &Ifomathi: |
&Format: |
| 31 | &Ifomathi: (* Indawo yeKhastom) |
&Format: (* Custom Locale) |
| 32 | Matanisa ulwimi lomboniso we-Windows (okucetyisiweyo) |
Match Windows display language (recommended) |
| 33 | &Ifomethi: %1 |
&Format: %1 |
| 55 | H |
H |
| 56 | h |
h |
| 57 | M |
M |
| 58 | m |
m |
| 59 | s |
s |
| 60 | t |
t |
| 61 | d |
d |
| 62 | y |
y |
| 69 | Indawo yesistim itshintshiwe. Kufuneka uqalise ngokutsha i-Windows ukuze utshintsho lusebenze. |
System locale has been changed. You must restart Windows for the changes to take effect. |
| 70 | Tshintsha Iindela zokukhetha zoMmandla |
Change Regional Options |
| 71 | Useto alukwazanga ukufakela indawo eneenkcukacha ezikhethiweyo. Nceda uqhagamshelane noMlawuli wesistim yakho. |
Setup was unable to install the chosen locale. Please contact your system Administrator. |
| 72 | Ukubonisa ulwimi kwesistim kutshintshiwe. Kufuneka uqalise ngokutsha i-Windows ukuze utshintsho lusebenze. |
System display language has been changed. You must restart Windows for the changes to take effect. |
| 77 | Shenxisa konke okwenziwa kukulungele ngefomathi yangoku? |
Remove all customizations for the current format? |
| 78 | Ungathanda ukusebenzisa utshintsho lwakho lommandla nolommandla? |
Would you like to apply your region and language changes? |
| 79 | Qalela kwakhona ngoku |
Restart now |
| 80 | Rhoxisa |
Cancel |
| 81 | Qinisekisa ukuba ugcina umsebenzi wakho kwaye uvale zonke iprogram ezivuliweyo ngaphambi kokuba uqale ngokutsha. |
Make sure you save your work and close all open programs before restarting. |
| 82 | Tshintsha Inkqubo ye-Locale |
Change System Locale |
| 83 | Windows could not properly load the %s keyboard layout. |
Windows could not properly load the %s keyboard layout. |
| 96 | Spanish (Spain) |
Spanish (Spain) |
| 100 | Kufuneka uphume ekhompyutheni khon'ukuze utshintsho lokuboniswa kolwimi lusebenze |
You must log off for display language changes to take effect |
| 201 | Qinisekisa ukuba uyawugcina umsebenzi wakho kwaye uvale zonke iprogram ezivulekileyo ngaphambi kokuba uphume ekhompyutheni. |
Make sure you save your work and close all open programs before you log off. |
| 202 | Loga uphume ngoku |
Log off now |
| 204 | Tshintsha uLwimi Olubonisiweyo |
Change Display Language |
| 205 | Ukuqinisekisa ukuba ikhompyutha ibonisa oku kutshintshiweyo sicebisa ukuba ukusebenzise ngaphambi kokuba wenze naluphi na utshintsho lwesisime. |
To ensure that the computer reflects these changes we recommend that you apply them before making any further system changes. |
| 206 | Sebenzisa |
Apply |
| 208 | Umsebenzi awunakugqitywa |
The task cannot be completed |
| 250 | Umsebenzisi wangoku |
Current user |
| 251 | Isikrini soKwamkela |
Welcome screen |
| 252 | Ii-akhawunti ezintsha zabasebenzisi |
New user accounts |
| 253 | Bonisa ulwimi: |
Display language: |
| 254 | Ulwimi lokufaka: |
Input language: |
| 255 | Ifomathi: |
Format: |
| 256 | Indawo: |
Location: |
| 257 | Isetingi ayifundwanga |
Setting could not be read |
| 900 | Umxholo |
Context |
| 901 | Ungaze |
Never |
| 902 | YeSizwe |
National |
| 0x30000014 | RLOUI operations |
RLOUI operations |
| 0x50000002 | Error |
Error |
| 0x50000004 | Information |
Information |
| 0x7000001E | Region and Language control panel |
Region and Language control panel |
| 0x90000001 | Microsoft-Windows-International-RegionalOptionsControlPanel |
Microsoft-Windows-International-RegionalOptionsControlPanel |
| 0x90000002 | Operational |
Operational |
| 0xB0003A98 | The user changed their user locale to \"%1\". |
The user changed their user locale to \"%1\". |
| 0xB0003A99 | The user reset all customizations for the user locale \"%1\" to the system default. |
The user reset all customizations for the user locale \"%1\" to the system default. |
| 0xB0003A9A | The user changed the user locale setting \"%1\" to \"%2\". |
The user changed the user locale setting \"%1\" to \"%2\". |
| 0xB0003A9B | The user changed their alternate sort to \"%1\". |
The user changed their alternate sort to \"%1\". |
| 0xB0003A9C | The user changed their calendar to \"%1\". |
The user changed their calendar to \"%1\". |
| 0xB0003A9D | The user changed their TwoDigitYearMax to %1. |
The user changed their TwoDigitYearMax to %1. |
| 0xB0003A9E | The user changed their location preference (GeoID) to %1. |
The user changed their location preference (GeoID) to %1. |
| 0xB0003A9F | The system locale was changed to \"%1\". |
The system locale was changed to \"%1\". |
| 0xB0003AA0 | The user chose to copy their settings to the default user account. |
The user chose to copy their settings to the default user account. |
| 0xB0003AA1 | The user chose to copy their settings to the system accounts. |
The user chose to copy their settings to the system accounts. |
| 0xB0003AA2 | The user has changed their UI Language to \"%1\". |
The user has changed their UI Language to \"%1\". |
| 0xB0003AA3 | The user has changed their UI Language fallback order to \"%1\". |
The user has changed their UI Language fallback order to \"%1\". |
| 0xB0003E80 | Failed to change UI Language to \"%1\". Status code is: %2. |
Failed to change UI Language to \"%1\". Status code is: %2. |
| 0xB0003E81 | Failed to change UI Language fallback order to \"%1\". Status code is: %2. |
Failed to change UI Language fallback order to \"%1\". Status code is: %2. |
| 0xB0003E82 | The system locale could not be changed to \"%1\". |
The system locale could not be changed to \"%1\". |
| 0xB0003E83 | The user does not have permission to change the calendar. |
The user does not have permission to change the calendar. |