500 | Nceda Ulinde |
Please Wait |
501 | Uhlolo loKhuseleko |
Security Check |
1000 | Zama oko kwakhona |
Try that again |
1001 | Kwenzeke into kwicala lethu. Ukulinda umzuzwana kusenokunceda. Ikhowudi yempazamo ngu-%1, ukuba uyayidinga. |
Something happened on our end. Waiting a bit might help. The error code is %1, in case you need it. |
1002 | Udinga umzali wakho okanue umnyamekeli ukuze uthenge izinto |
You need your parent or guardian to buy stuff |
1003 | Ungasebenzisa lonke usetyenziso nemidlalo kwiSkrini sokuQalisa se-Kid’s Corner. |
You can use all the apps and games on the Kid’s Corner Start Screen. |
1004 | Thenga olunye uSetyenziso |
Shop for another App |
1005 | %1 ayisafumaneki kwiVenkile. |
%1 is no longer available from Store. |
1006 | Khetha enye into |
Choose another item |
1007 | Lento yangaphakathi kusetyenziso ayisafumaneki kwi-%1. |
This in-app purchase item is no longer available in %1. |
1008 | Thenga uhlelo olupheleleyo |
Buy the full version |
1009 | Kufuneka uthenge uhlelo olupheleleyo lwe-%1 kwiVenkile ukuze wenze intengo engaphakathi kusetyenziso. |
You need to buy the full version of %1 from Store to make an in-app purchase. |
1010 | Jonga uqhagamshelo lwakho lweIntanethi |
Check your Internet connection |
1011 | Qinisekisa uqhagamshele, emva koko uzame kwakhona. |
Make sure you're connected, then try again. |
1012 | Qhagamshela umlawuli wakho wesistim |
Contact your system administrator |
1013 | Ivenkile ayifumaneki okwangoku kwesi sixhobo. |
Store isn't currently available on this device. |
1014 | Intengo yakho ayikwazi ukugqityezelwa |
Your purchase can't be completed |
1015 | Ukwingingqi engazixhasiyo iintengo zeVenkile. |
You're in a region that doesn't support purchases in Store. |
1016 | Ivenkile ayifumaneki |
Store isn't available |
1017 | Ukwingingqi apho iVenkile ingafumanekiyo khona. |
You're in a region where Store isn't available. |
1018 | Jonga iisetingi zengingqi yakho |
Check your region settings |
1019 | Akunako ukuthenga le mveliso kuba ubonakala ikwingingqi eyahlukileyo kuneesetingi zeVenkile. |
You can't buy this product because you appear to be in a different region than Store settings. |
1020 | Sayina ungene kwiVenkile |
Sign in to Store |
1021 | Ukuze ugqibezele intengo yakho, sayina ungene ngeakhawunti ye-Microsoft, emva koko uzame intengo kwakhona. |
To complete your purchase, sign in with your Microsoft account, then try your purchase again. |
1022 | Vala |
Close |
1023 | Yenza asebenze lula amava akho okuthenga? |
Streamline your purchase experience? |
1024 | Xa uthenga kwiVenkile, asizukucela iphaswedi yakho. Ungayitshintsha nanini na kwiisetingi zeVenkile. |
When you buy from the Store, we won’t ask for your password. You can change it any time in Store settings. |
1025 | Ewe |
Yes |
1026 | Hayi |
No |
1027 | Fakela kwakhona ukusuka kwiVenkile |
Reinstall from the Store |
1028 | Khupha olu setyenziso (yiya kwiiSetingi Inkqubo Usetyenziso neefitsha) emva koko ulufakele kwakhona ukusuka kwikhasi lemveliso kwiVenkile yeWindows. Ilayisensi yakho idinga ukuhlaziywa ukuze wenze iintengo ngaphakathi kusetyenziso. |
Uninstall this app (go to Settings System Apps & features) and then install it again from the product page in Windows Store. Your license needs to be refreshed to make in-app purchases. |
2000 | Uhlaziyo lulindele ukufakelwa kwi-%1.%2 |
Updates are waiting to be installed in %1.%2 |
2001 | Khuphela uhlaziyo ngoku? |
Download updates now? |
2002 | Kulungile |
Okay |
2003 | Mhlawumbi kamva |
Maybe later |
2004 | Uhlaziyo lulindele ukufakelwa. %1 isenokudinga ukuqala ngokutsha. |
Updates are waiting to be installed. %1 might need to restart. |
2005 | Hlaziya uze uqale ngokutsha ngoku? |
Update and restart now? |
2008 | Khuphela isiqulatho ngoku? |
Download content now? |
2009 | Ngaba sifanele sikhuphele size sifakele esi siqulatho songezelelekileyo se-%1?%2 |
Should we download and install this extra content for %1?%2 |
2012 | Ukuqhagamshelo olukalishiweyo, ngoko intlawulo yedatha isenokusebenza. |
You're on a metered connection, so data charges might apply. |
0x30000000 | Info |
Info |
0x30D1000C | Error |
Error |
0x30D1000D | Warning |
Warning |
0x30D1000F | Verbose |
Verbose |
0x50000004 | Information |
Information |
0x70000001 | StorefrontClient |
StorefrontClient |
0x700007D0 | Store SDK Module Loaded |
Store SDK Module Loaded |
0x700007D1 | In-App Purchase |
In-App Purchase |
0x70000BB9 | Store Purchase App |
Store Purchase App |
0x90000001 | Windows-ApplicationModel-Store-SDK |
Windows-ApplicationModel-Store-SDK |
0xB0000001 | %1%nError Code: %5%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
%1%nError Code: %5%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
0xB0000002 | %1%nException Details: %5%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
%1%nException Details: %5%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
0xB0000003 | %1%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
%1%nFunction: %4%nSource: %3 (%2) |
0xB00007D0 | Process Name: %1%nModule Name: %2%nBuild: %3%n |
Process Name: %1%nModule Name: %2%nBuild: %3%n |
0xB00007D1 | %1%nError: %3%nFunction: %2%nSource: %4 (%5) |
%1%nError: %3%nFunction: %2%nSource: %4 (%5) |