| 1 | Ubuso |
Face |
| 2 | Isangqa seliso |
Iris |
| 3 | Iqhosha lokusayina ungene |
Sign in button |
| 4 | Umyalezo womongo |
Context message |
| 5 | I-Windows Hello |
Windows Hello |
| 50 | Nceda usebenzise indlela eyahlukileyo ukuzazisa. |
Please use a different method to identify yourself. |
| 51 | Molo %1!s!! Khetha uKulungile ukuze uqhubeke. |
Hello %1!s!! Select OK to continue. |
| 52 | Ayikwazanga ukunakana. Nceda ungenise i-PIN yakho. |
Couldn't recognize you. Please enter your PIN. |
| 100 | I-Windows ayikwazanga ukusayina ungene. |
Windows couldn't sign you in. |
| 101 | Molo %1!s! |
Hello %1!s! |
| 104 | Ikhangela wena... |
Looking for you... |
| 105 | Iyalungiselela... |
Getting ready... |
| 106 | Ayikwazanga ukulayita ikhamera. Nceda usayine ungene nge-PIN yakho. |
Couldn't turn on the camera. Please sign in with your PIN. |
| 107 | Your PIN is required to sign in. |
Your PIN is required to sign in. |
| 108 | Iakhawunti yakho yenziwe ayasebenza. Nceda uqhagamshele umntu wenkxaso yakho. |
Your account has been disabled. Please contact your support person. |
| 109 | Ngaphambi kokuba uqalise ukusebenzisa i-Windows Hello, kufuneka ungenise i-PIN yakho. |
Before you can start using Windows Hello, you have to set up a PIN. |
| 113 | Molo, %1!s!! Khaba iskrini sokutshixa ukuze usayine ungene. |
Hello, %1!s!! Dismiss the lock screen to sign in. |
| 114 | Uxolo kuye kwenzeka into ephosakeleyo. Nceda usayine ungene nge-PIN yakho. |
Sorry something went wrong. Please sign in with your PIN. |
| 120 | Uxolo kuye kwenzeka into ephosakeleyo. Nceda ungenise i-PIN yakho. |
Sorry something went wrong. Please enter your PIN. |
| 121 | I-Windows Hello okwangoku yenziwe ayasebenza ngumlawuli wakho. |
Windows Hello is currently disabled by your administrator. |
| 123 | Siqinisekisa ukuba nguwe... |
Making sure it's you... |
| 124 | Ikhamera ayifumaneki. Nceda usayine ungene nge-PIN yakho. |
Camera not available. Please sign in with your PIN. |
| 125 | Ayikwazanga ukukunakana. Nceda usayine ungene nge-PIN yakho. |
Couldn't recognize you. Please sign in with your PIN. |
| 126 | Ayikwazanga ukukunakana. Swayipha unyuke ukuze ungenise i-PN. |
Couldn't recognize you. Swipe up to enter PIN. |
| 127 | Swayipa ukunyuka ukungahoyi iskrini sokutshixa. |
Swipe up to dismiss the lock screen. |
| 128 | Iseshoni ekude iyasebenza. Sukuhoya iskrini sokutshixa ukuze usayine ungene. |
Remote session is active. Dismiss the lock screen to sign in. |
| 129 | Dismiss the lock screen to sign in. |
Dismiss the lock screen to sign in. |
| 150 | Ayikwazanga ukukuqonda. |
Couldn't recognize you. |
| 152 | Ayikwazanga ukulayita ikhamera. |
Couldn't turn on the camera. |
| 153 | Ikhamera ayifumaneki. |
Camera not available. |
| 155 | Uxolo kukho into ephosakeleyo eyenzekileyo. |
Sorry something went wrong. |
| 156 | Your password is required to sign in. |
Your password is required to sign in. |
| 157 | Camera is in use. Please sign in with your PIN. |
Camera is in use. Please sign in with your PIN. |
| 158 | Camera driver is in a bad state. Please sign in with your PIN. |
Camera driver is in a bad state. Please sign in with your PIN. |
| 180 | Hello! Getting things ready... |
Hello! Getting things ready... |
| 200 | Isixhobo sakho asikwazanga ukubona amehlo akho. Qinisekisa ukuba ilens yekhamera yakho icocekile. |
Your device couldn't detect you. Make sure your camera lens is clean. |
| 201 | Ikhanya kakhulu! Cima izikhanyisi ezithile okanye yiya ngaphakathi. |
Too bright! Turn off some lights or go inside. |
| 202 | Imnyama kakhulu! Layita izikhanyisi ezithile okanye yiya kwindawo ekhanyayo. |
Too dark! Turn on some lights or move somewhere brighter. |
| 203 | Qinisekisa usembindini yaye ujonge ngqo kwikhamera. |
Make sure you're centered and looking directly at the camera. |
| 204 | Usondele kakhulu! Zama ukubhekela kancinane. |
Too close! Try moving a little farther away. |
| 205 | Ukude kakhulu! Zama ukusondela kancinane. |
Too far away! Try moving a bit closer. |
| 206 | Jika intloko yakho ukuya ngasekhohlo nasekunene kancinci. |
Turn your head slightly to the left and right. |
| 207 | Vula amehlo akho kakhulu kancinane. |
Open your eyes a little wider. |
| 208 | Ishukuma kancinane ukuze iphephe ukwenza umfanekiso emehlweni akho. |
Move slightly to avoid reflection off your eyes. |
| 209 | Bhekela uye kude |
Move farther away |
| 210 | Sondela |
Move closer |
| 211 | Bamba isixhobo sakho phambi kwamehlo akho. |
Hold your device straight in front of your eyes. |
| 212 | Isixhobo sakho sinengxaki nokubona amehlo akho. Qinisekisa ukuba ilens yekhamera yakho icocekile. |
Your device is having trouble detecting you. Make sure your camera lens is clean. |
| 301 | Awukwazi ukusayina ungene nge-Windows Hello? |
Can't sign in with Windows Hello? |
| 302 | Jonga useto kwakhona ukuze uphucule ukunakana kwiimeko zokukhanya ezahlukileyo, okanye xa ukubonakala kwakho kutshintsha (ngokomzekelo, iiglasi ezintsha). |
Go through setup again to improve recognition in different lighting conditions, or when your appearance changes (for example, new glasses). |
| 303 | Phucula ukunakana kwi-Windows Hello |
Improve recognition in Windows Hello |
| 304 | Ukuze uthathe sisebenzise uhlaziyo lwakutshanje kwi-Windows Hello, jonga useto kwakhona. |
To take advantage of the latest updates to Windows Hello, go through setup again. |
| 305 | Ngaba uyazi ukuba ungasebenzisa ungqinisiso lobuso ukusayina ungene? |
Do you know that you can use face authentication to sign in? |
| 306 | Funda useto lobuso lwe-Windows Hello ukuze uqalise. |
Go through the Windows Hello face setup to get started. |
| 307 | There is a problem with Windows Hello. |
There is a problem with Windows Hello. |
| 308 | Please go through the setup again to fix this issue. |
Please go through the setup again to fix this issue. |