1100 | Sample header 1 |
Sample header 1 |
1101 | Irizolushini yeskrini sakho (%d x %d) iphantsi kakhulu ukuba ingaqhuba usetyenziso lwakutshanje |
Your screen resolution (%d x %d) is too low to run modern application |
1110 | Sample header 2 |
Sample header 2 |
1111 | Isixhobo sakho esibanjwa asikuxhasi ukubanjwa rhoqo |
Your touch device does not support multi-touch |
1120 | Ulungelelwaniso lweskrini sakho aluzifikeleli iimfuno zokufakela usetyenziso ukusuka kwiVenkile ye-Windows |
Your screen resolution doesn't meet the requirement to install apps from the Windows Store |
1121 | Udinga ulungelelwaniso lweskrini ubuncinane obuyi-1024 x 768 ukuze ufakele uze usebenzise usetyenziso ukusuka kwiVenkile ye-Windows (oku kuquka usetyenziso olusenokuba lufakelwe kwangaphambili kwi-PC yakho). Usenokukwazi ukutshintsha ulungelelwano kwiPhaneli yoLawulo yoMboniso. |
You need a screen resolution of at least 1024 x 768 to install and use apps from the Windows Store (this includes apps that might be pre-installed on your PC). You might be able to change your resolution in the Display Control Panel. |
1130 | Itouchscreen yale PC yayingenzelwanga i-Windows 10 |
The touchscreen on this PC wasn't designed for Windows 10 |
1131 | krini sokuchukumisa nge-Windows 10 yaye ayizi kusabela kangako yaye neegestsha azizokuthi ncam njengeskrini sokuchukumisa esenzelwe i-Windows 10. |
You can use this touchscreen with Windows 10 but it won't be as responsive and gestures won't be as precise as a touchscreen designed for Windows 10. |
1140 | I-Windows Media Center ayifakelwanga kwangaphambili |
Windows Media Center isn't preinstalled |
1141 | Funda okungakumbi ngokuyifakela i-Windows 10. |
Learn more about installing it in Windows 10. |
1150 | Fakela usetyenziso ukuze udlale ii-DVD |
Install an app to play DVDs |
1151 | Kusenokufuneka ufake usetyenziso lokudlala ii-DVD kwi-Windows 10. |
You may need to install an app to play DVDs in Windows 10. |
1160 | Irizolushini yeskrini sakho ayihambelani nesnepu |
Your screen resolution isn't compatible with snap |
1161 | Ukuba kunokwenzeka, tshintsha irizolushini yeskrini sakho ubuncinane ibe ngu-1366 x 768 ukuya kusetyenziso lwesnepu. |
If it's possible, change your screen resolution to at least 1366 x 768 to snap apps. |
1170 | Iigajethi zebha esecaleni azixhaswa yi-Windows 10 |
Sidebar gadgets aren't supported in Windows 10 |
1171 | Akuzukwazi ukusebenzisa iigajethi zebha esecaleni ezifakwe kwi-PC yakho ku-Windows 10. |
You won’t be able to use the sidebar gadgets that are installed on your PC in Windows 10. |
1180 | Iprosesa yakho ayinayo i-NX elayitiweyo okanye kusenokwenzeka ukuba ayiyixhasi i-NX |
Your processor doesn't have NX turned on or might not support NX |
1181 | Useto luza kuzama ukulayita i-NX ebudeni bofakelo. Ukuba iprosesa yakho ayiyixhasi i-NX, ufakelo luya kurhoxiswa yaye i-PC yakho iya kubuyela kwi-OS ekhoyo. |
Setup will attempt to turn on NX during installation. If your processor doesn't support NX, the installation will be cancelled and your PC will roll back to the current OS. |
1190 | Loss of music and video content with update |
Loss of music and video content with update |
1191 | We recommend you do not proceed with this update as your device may have some music or video content that is protected by an older rights management technology, which is not supported. If you install this update, you may no longer be able to play these music or video files. Close this dialog box to cancel, or you can choose to confirm to install the update. For more info, go to https://support.microsoft.com/windows10wmdrm |
We recommend you do not proceed with this update as your device may have some music or video content that is protected by an older rights management technology, which is not supported. If you install this update, you may no longer be able to play these music or video files. Close this dialog box to cancel, or you can choose to confirm to install the update. For more info, go to https://support.microsoft.com/windows10wmdrm |
1204 | I-Secure Boot ayihambelani ne-PC yakho |
Secure Boot isn't compatible with your PC |
1205 | Ifirmware ye-PC yakho ayiyixhasi i-Secure Boot ngoko akuzi kukwazi ukuyisebenzisa kwi-Windows 10. |
Your PC's firmware doesn't support Secure Boot so you won't be able to use it in Windows 10. |
1216 | I-Windows Media Center ifakelwe kule PC |
Windows Media Center is installed on this PC |
1217 | I-Windows Media Center iza kukhutshwa ufakelo ngexesha lohlaziyo. Ayifumaneki kwi-Windows 10. |
Windows Media Center will be uninstalled during the upgrade. It isn't available in Windows 10. |
1220 | Uza kufumana iingxaki ngomboniso wakho kwi-Windows 10. |
You'll have problems with your display in Windows 10. |