101 | Lalela usebenzisa iMbali yeFayile |
Back up using File History |
102 | Ngokuzenzekelayo iifayile zam |
Automatically back up my files |
103 | Lalela iifayile kwenye idrayivu uze uzibuyisele ukuba ezokuqala zilahlekile, zonakele, okanye zicinyiwe. |
Back up your files to another drive and restore them if the originals are lost, damaged, or deleted. |
104 | Yongeza kwidrayivu |
Add a drive |
105 | Yeka ukusebenzisa idrayivu |
Stop using drive |
106 | Lalela kwidrayivu eyahlukileyo |
Back up to a different drive |
107 | Kuza kufuneka uyeke ukusebenzisa idrayivu yakho yolalelo yangoku ngaphambi kokuba wongeze entsha. Oku akusayi kucima naziphi na iifayile kwidrayivu yakho yolalelo yangoku. |
You'll need to stop using your current backup drive before you add a new one. This won't delete any files from your current backup drive. |
108 | Isishwankathelo |
Overview |
109 | Ukhetho lolalelo |
Backup options |
110 | Iindlela zokhetho ezininzi |
More options |
111 | Yintoni emayilalelwe? |
What gets backed up? |
112 | %1 (%2!c!:) |
%1 (%2!c!:) |
113 | IDiski Ekhuphekayo |
Removable Disk |
114 | Idiski Yalapha |
Local Disk |
115 | Idrayivu yeNethiwekhi |
Network Drive |
116 | Bonisa zonke iindawo zenethwekhi |
Show all network locations |
117 | Lalela iifayile zam |
Back up my files |
118 | Rhoqo kwimizuzu eli-10 |
Every 10 minutes |
119 | Rhoqo kwimizuzu eyi-15 |
Every 15 minutes |
120 | Rhoqo kwimizuzu eyi-20 |
Every 20 minutes |
121 | Rhoqo kwimizuzu eyi-30 |
Every 30 minutes |
122 | Rhoqo ngeyure (isiqhelo) |
Every hour (default) |
123 | Rhoqo kwiiyure ezi-3 |
Every 3 hours |
124 | Rhoqo kwiiyure ezi-6 |
Every 6 hours |
125 | Rhoqo kwiiyure ezi-12 |
Every 12 hours |
126 | Ngosuku |
Daily |
127 | Ngonaphakade (isiqhelo) |
Forever (default) |
128 | Kufuneke isithuba |
Until space is needed |
129 | 2 oonyaka |
2 years |
130 | 1 unyaka |
1 year |
131 | 9 iinyanga |
9 months |
132 | 6 iinyanga |
6 months |
133 | Iinyanga ezi-3 |
3 months |
134 | Inyanga e-1 |
1 month |
135 | Gcina ulalelo lwam |
Keep my backups |
136 | Lalela ezi fayile |
Back up these folders |
138 | Yongeza ifolda |
Add a folder |
139 | Musa ukuquka ezi folda |
Exclude these folders |
141 | Iisetingi ezinxulumeneyo |
Related settings |
142 | Bona iisetingi eziphucukileyo |
See advanced settings |
143 | Buyisela iifayile ukusuka kulalelo lwangoku |
Restore files from a current backup |
144 | Qinisekisa i-%1 iqhagamshele uze uzame kwakhona. |
Make sure %1 is connected and try again. |
145 | Asikwazi ukuqhagamshela kwi-%1 okwangoku. Zama kwakhona kamva. |
We can't connect to %1 right now. Try again later. |
146 | Yiya kwi-File Explorer, uvule i-%1, ngenisa iinkcukacha zakho, uze uzame ukulalela kwakhona. |
Go to File Explorer, open %1, enter your credentials, and try backing up again. |
147 | I-BitLocker ikhusela i-%1.Vula idrayivu uze uzame ukulalela kwakhona. |
BitLocker is protecting %1.Unlock the drive and try backing up again. |
148 | %1 kwi-%2 |
%1 on %2 |
149 | Ugcino lweNethiwekhi kwi-%1 |
Network Storage on %1 |