100 | Omnye omntu usayine wangena. Ukuba uyaqhubeka, baza kusayinwa baphume yaye basenokuphulukana nomsebenzi ongagcinwanga. Uyafuna ukusayina ungene sekunjalo? |
Another user is signed in. If you continue, they’ll be signed out and might lose unsaved work. Do you want to sign in anyway? |
101 | Omnye omntu usayine wangena. Ukuba uyaqhubeka, baza kuqhawulwa kuqhagamshelwano.Uyafuna ukusayina ungene sekunjalo? |
Another user is signed in. If you continue, they’ll be disconnected. Do you want to sign in anyway? |
102 | Cinezela u-Ctrl+Alt+Delete ukuvula. |
Press Ctrl+Alt+Delete to unlock. |
103 | Cinezela u-Ctrl+Alt+Delete okanye usebenzise iqhosha loKhuseleko lwee-Windows ukuvula. |
Press Ctrl+Alt+Delete or use the Windows Security button to unlock. |
104 | Cinezela uze ungayeki iqhosha le-Windows, emva koko ucinezele iqhosha lamandla ukuze uvule. |
Press and hold the Windows button, and then press the power button to unlock. |
105 | Cinezela uze ungayeki iqhosha le-Windows, emva koko ucinezele iqhosha lamandla ukuvula ukutshixeka. (Okanye ungavula ukutshixeka ngokucinezela Ctrl+Alt+Delete.) |
Press and hold the Windows button, and then press the power button to unlock. (Or you can unlock by pressing Ctrl+Alt+Delete.) |
106 | La phaswedi ayichanekanga. Lumka—ukuba usoloko ungenisa iphaswedi engalunganga, uya kutshixeleka ngaphandle ekuncedeni ukhusele ingcombolo yakho. Ukuvula, uya kudinga iqhosha lokufumana i-BitLocker. |
That password isn’t correct. Be careful—if you keep entering the wrong password, you’ll be locked out to help protect your data. To unlock, you’ll need a BitLocker recovery key. |
107 | Iphaswedi ayichananga. Lumka—ukuba uqhubeka ungenisa iphaswedi engachananga, i-Windows ngokuzenzekelayo iya kuqalisa kwakhona ukuze incede ukukhusela idatha yakho. |
That password isn’t correct. Be careful—if you keep entering the wrong password, Windows will automatically restart to help protect your data. |
108 | Loo phaswedi ayichananga. Lumka—ukuba uqhubeka ungenisa iphaswedi engachananga, uza kutshixelwa ukunceda ukukhusela idatha yakho.Ukuze uvule, uza kudinga iqhosha lokubuyisela elisuka kumniki we-enkhripshini yakho. |
That password isn’t correct. Be careful—if you keep entering the wrong password, you’ll be locked out to help protect your data. To unlock, you’ll need a recovery key from your encryption provider. |
109 | Sicela ulinde |
Please wait |
110 | Cinezela uze ubambe iqhosha lombane, emva koko ucinezela iqhosha lokwehlisa ivolyum ukuze uvule |
Press and hold the power button, and then press the volume down button to unlock |
111 | Conezela uze ubambe iqhosho lombane, uze ucinezele iqhosha lokwehlisa ivolyum ukuze uvule. (Okanye ungavula ngokucinezela u-Ctrl+Alt+Delete.) |
Press and hold the power button, and then press the volume down button to unlock. (Or you can unlock by pressing Ctrl+Alt+Delete.) |
112 | Okomzuzwana... |
Just a moment... |