| 10000 | Phone Service |
Phone Service |
| 10001 | Ilawula ubume bomnxeba kwisixhobo |
Manages the telephony state on the device |
| 10002 | Iiphaswedi ozichwethezileyo azimatani. |
The passwords you typed don't match. |
| 10003 | Iphaswedi itshintshiwe |
Password changed |
| 10004 | Iphaswedi ayisebenzi. Ngensia iphaswedi echanekileyo uzame kwakhona. |
The password isn't valid. Enter the correct password and try again. |
| 10005 | Ayikwazi ukufikelela inethiwekhi. Zama kwakhona. |
Can't access the network. Try again. |
| 10007 | Le khowudi ayixhaswa. |
This code isn't supported. |
| 10008 | Iipharamitha azisebenzi. |
The parameters are invalid. |
| 10010 | Kuye kwakho ingxaki nale khowudi. |
There was a problem with this code. |
| 10012 | Iseshoni ivaliwe |
Session closed |
| 10014 | I-SIM khadi ayikho. |
The SIM card is missing. |
| 10015 | Kufuneka i-PUK |
PUK required |
| 10017 | I-SIM khadi ayisebenzi. |
The SIM card is invalid. |
| 10018 | Umnxeba awukwazi ukugqitywa kuba imowudi yokuDayela Esisigxina yenziwe yasebenza kwi-SIM khadi yakho. |
The call can't be completed because Fixed Dialing Number mode is enabled on your SIM card. |
| 10019 | Ikhowudi ithunyelwe |
Code sent |
| 10020 | Phumelele |
Succeeded |
| 10021 | Ifowuni ikhululwe |
Phone unblocked |
| 10022 | Inkonzo yenziwe yasebenza |
Service enabled |
| 10023 | Inkonzo yenziwe yasebenza kwi-%1 |
Service enabled for %1 |
| 10024 | Inkonzo yenziwe ayasebenza |
Service disabled |
| 10025 | Inkonzo yenziwe ayasebenza kwi-%1 |
Service disabled for %1 |
| 10026 | Ubume benkonzo abaziwa |
Service state unknown |
| 10027 | Thumela i-%1 yi-%2 kwi-%3 ye-%4 |
Forward %1 is %2 to %3 for %4 |
| 10028 | Thumela %1 yi-%2 ye-%4 |
Forward %1 is %2 for %4 |
| 10029 | Thumela %1 yi-%2 kwi-%3 ye-%4 emva kwemizuzwana e-%5 |
Forward %1 is %2 to %3 for %4 after %5 seconds |
| 10030 | Thumela i-%1 yi-%2 ye-%4 emva kwemizuzwana e-%5 |
Forward %1 is %2 for %4 after %5 seconds |
| 10031 | Thumela i-%1 yi-%2 kwi-%3 |
Forward %1 is %2 to %3 |
| 10032 | Thumela i-%1 yi-%2 |
Forward %1 is %2 |
| 10033 | Thumela i-%1 yi-%2 kwi-%3 emva kwemizuzwana e-%5 |
Forward %1 is %2 to %3 after %5 seconds |
| 10034 | Thumela i-%1 yi-%2 emva kwemizuzwana e-%5 |
Forward %1 is %2 after %5 seconds |
| 10035 | Yenziwe yasebenza |
Enabled |
| 10036 | Yenziwe ayasebenza |
Disabled |
| 10037 | Ngaphandle kwemiqathango |
Unconditionally |
| 10038 | Iminxeba exakekileyo |
Busy calls |
| 10039 | Ukuba akukho mpendulo |
If no reply |
| 10040 | Ukuba ifowuni ayifikeleleki |
If phone isn't reachable |
| 10041 | Yonke iminxeba |
All calls |
| 10042 | Yonke iminxeba ngokwemiqathango |
All calls conditionally |
| 10043 | %1 |
%1 |
| 10044 | %1 ne-%2 |
%1 and %2 |
| 10045 | %1, %2 ne-%3 |
%1, %2, and %3 |
| 10046 | %1, %2, %3 ne-%4 |
%1, %2, %3, and %4 |
| 10047 | %1, %2, %3, %4, ne-%5 |
%1, %2, %3, %4, and %5 |
| 10048 | %1, %2, %3, %4, %5, ne-%6 |
%1, %2, %3, %4, %5, and %6 |
| 10049 | %1, %2, %3, %4, %5, %6, ne-%7 |
%1, %2, %3, %4, %5, %6, and %7 |
| 10050 | %1, %2, %3, %4, %5, %6, %7, ne-%8 |
%1, %2, %3, %4, %5, %6, %7, and %8 |
| 10051 | Ilizwi |
Voice |
| 10052 | Idatha |
Data |
| 10053 | Ifeksi |
Fax |
| 10054 | I-SMS |
SMS |
| 10055 | Ungqamano lwesekethi yedatha |
Data circuit sync |
| 10057 | Ufikelelo lwepakethi |
Packet access |
| 10058 | Ufikelelo lwe-PAD |
PAD Access |
| 10059 | Umnxeba wongxamiseko |
Emergency call |
| 10060 | Iposi yelizwi |
Voicemail |
| 10062 | Ukuze usebenzise isinqumeleli %1# ukuze udayele %3 ku-%2 ukusuka kwi-SIM khadi yakho, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %3 at %2 from your SIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 10063 | Ukuze usebenzise isinqumeleli %1# ukuze udayele %2 ukusuka kwi-SIM khadi yakho, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %2 from your SIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 10064 | Ifowuni |
Phone |
| 10067 | Fowuna |
Call |
| 10068 | Iisetingi zakho zokuthintela umnxeba aziwuvumeli umnxeba kule nombolo. Yenza ukuthintela umnxeba kungasebenzi uzame kwakhona. |
Your call barring settings don't allow a call to this number. Disable call barring and try calling again. |
| 10069 | Imowudi yeNombolo yokuDayela Esisigxina (FDN) ayiwuvumeloi umnxeba kule nombolo, Yenza ingasebenzi imowudi ye-FDN uzame ukufowuna kwakhona. |
Your Fixed Dialing Number (FDN) mode doesn't allow a call to this number. Disable FDN mode and try calling again. |
| 10070 | Iposi yelizwi ayisetwanga. Ngenisa inombolo yakho yeposi yelizwi uzame kwakhona. |
Voicemail isn't set up. Enter your voicemail number and try again. |
| 10071 | Ilindile... |
Waiting... |
| 10072 | Awunako ukubeka umnxeba. Nceda uphelise umnxeba wakho wangoku phambi kokuba ubeke umnxeba owongezelelekileyo. |
Can't place the call. Please end your current call before placing an additional call. |
| 10073 | Ayikwazi ukuqhagamshela |
Can't connect |
| 10074 | Usenokuba unesignali engasesbenzisi ntambo ebuthathaka, okanye inombolo engachanekanga. |
You may have a weak wireless signal, or the wrong number. |
| 10076 | Umntu ozama ukumtsalela umnxeba uthintelwe ukuba afumane iminxeba engenayo. |
The person you're trying to call is restricted from receiving incoming calls. |
| 10077 | Ayikwazi ukuqhagamshela. Qinisekisa unogubungelo lwenethiwekhi, uzame kwakhona. |
Can't connect. Make sure you have network coverage, and try again. |
| 10078 | Umnxeba awukwazi ukugqitywa. |
The call can't be completed. |
| 10080 | I-SIM khadi ixakekile, nceda uzame kwakhona. |
The SIM card is busy, please try again. |
| 10081 | Inkonzo yenethiwekhi ayifumaneki. Nceda uzame kwakhona kamva. |
The network service is unavailable. Please try again later. |
| 10082 | Ungasebenzisa le fowuna ukwenza iminxeba yongxamiseko kuphela. |
You can use this phone for emergency calls only. |
| 10083 | Awukwazi ukutsalela umnxeba weposi yelizwi kuba omnye umnxeba awufumaneki. |
Can't call voicemail because another line isn't available. |
| 10084 | Ayikwazi ukuthumela umnxeba. |
Can't transfer call. |
| 10085 | Ngenisa iikhowudi zenkonzo ngokuthe ngqo ukusuka kwiphedi yokudayela yefowuni. |
Enter service codes directly from the phone's dial pad. |
| 10089 | Imowudi yenqwelo-moya ngoku icimile |
Airplane mode is now off |
| 10091 | Kulungile |
OK |
| 10092 | Rhoxisa |
Cancel |
| 10093 | Ayikwazi ukugcina inombolo yeposi yelizwi. |
Can't save voicemail number. |
| 10094 | Kwimowudi yokuFowuna kwakhona yoNgxamiseko |
In Emergency Callback Mode |
| 10095 | Rhoxisa le mowudi ukuze usebenzise ifowuni yakho njengoko uqhele ukwenza. |
Cancel this mode to use your phone as you normally would. |
| 10096 | Rhoxisa imowudi |
Cancel mode |
| 10097 | Fownela kuncedo olukhawulezileyo |
Dial emergency call |
| 10108 | Layita uqhagamshelo lweselelula? |
Turn on cellular connection? |
| 10109 | Ifowuni yakho ikwimowudi yenqwelo-moya. Ukuze utsale umnxeba, layita uqhagamshelo lwakho lweselula. |
Your phone is in airplane mode. To make a call, turn on your cellular connection. |
| 10110 | Vula |
Turn on |
| 10115 | Thumela |
Send |
| 10116 | Vala |
Close |
| 10117 | Iseshoni iphelelwe lixesha. |
The session timed out. |
| 10118 | Kuye kwenzeka into yaye asikwazanga ukugqibezela esi senzo. |
Something happened and we couldn't complete this action. |
| 10128 | Qhubeka nomnxeba wevidiyo? |
Continue with video call? |
| 10129 | Oku kuza kuphelisa umnxeba olindileyo. Qhubeka? |
This will end the call that's on hold. Continue? |
| 10130 | Qhubeka |
Continue |
| 10132 | Ayikwazi ukuqalisa umnxeba wevidiyo |
Can't start video call |
| 10133 | %1 is okwangoku ayisayinanga yangena kwi-%2. |
%1 is currently not signed into %2. |
| 10140 | Seta |
Set |
| 10142 | Seta usetyenziso olusisiseko? |
Set default app? |
| 10143 | Ngaba ufuna ukuseta i-%1!s! njengosetyenziso lwakho olusisiseko njenge-ID yomntu otsala umnxeba? |
Do you want to set %1!s! as your default caller ID app? |
| 10144 | Ngaba ufuna ukuseta i-%1!s! njengosetyenziso lwakho olusisiseko lokuhluza umyalezo ozingenelayo ongamkelekanga? |
Do you want to set %1!s! as your default spam filter app? |
| 50001 | I-SIM/UIM khadi ayikho. |
The SIM/UIM card is missing. |
| 50002 | I-SIM/UIM khadi ayisebenzi. |
The SIM/UIM card is invalid. |
| 50003 | Umnxeba awukwazi ukugqityezelwa kuba imwoudi yeNombolo yokuDayela Esisigxina yenziwe yasebenza kwi-SIM/UIM khadi yakho. |
The call can't be completed because Fixed Dialing Number mode is enabled on your SIM/UIM card. |
| 50004 | Ukuze usebenzise isinqumleli %1# ukuze udayele %3 ku-%2 ukusuka kwi-SIM/UIM khadi, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %3 at %2 from your SIM/UIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 50005 | Ukuze usebenzise isinqumleli %1# ukuze udayele %2 ukusuka kwi-SIM/UIM khadi, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %2 from your SIM/UIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 50006 | I-SIM/UIM khadi ixakekile, nceda uzame kwakhona. |
The SIM/UIM card is busy, please try again. |
| 50008 | Ayikwazi ukutsala umnxeba |
Can't call |
| 50009 | Kufuneka ulayite ukuzulazula kwelizwi ukuze ufowunele umntu kuba ukwindawo yokuzulazula. Ungakwenza oku kwiiSetingi Inethiwekhi nengenangcingo Iselula ne-SIM. |
You need to turn on voice roaming to call someone because you're in a roaming area. You can do this in Settings Network & wireless Cellular & SIM. |
| 50010 | Iisetingi |
Settings |
| 50020 | Ukuze usebenzise isinqumleli %1# ukuze udayele %3 ku-%2 ukusuka kwi-UIM khadi, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %3 at %2 from your UIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 50021 | Ukuze usebenzise isinqumleli %1# ukuze udayele %2 ukusuka kwi-UIM khadi, khetha uMnxeba. Ukuze udayele inombolo eyahlukileyo, khetha uRhoxisa uze uqhubeke udayela. |
To use the shortcut %1# to dial %2 from your UIM card, select Call. To dial a different number, select Cancel and continue dialing. |
| 50023 | I-UIM khadi ixakekile, nceda uzame kwakhona. |
The UIM card is busy, please try again. |
| 50024 | Kufuneka ulayite ukuzulazula kwelizwi ukuze ufowunele umntu kuba ukwindawo yokuzulazula. Ungakwenza oku kwiiSetingi Inethiwekhi nengenangcingo Iselula ne-SIM/UIM. |
You need to turn on voice roaming to call someone because you're in a roaming area. You can do this in Settings Network & wireless Cellular & SIM/UIM. |
| 50025 | Usetyenziso lweminxeba yelizwi |
Apps for voice calls |
| 50026 | Khangela usetyenziso kwiVenkile? |
Search for an app in the Store? |
| 50027 | Kufuneka ufakele usetyenziso olukuvumela wenze iminxeba yelizwi, yaye singakunceda ulufumane kwiVenkile. |
You need to install an app that lets you make voice calls, and we can help you find one in the Store. |
| 50028 | Ewe |
Yes |
| 50029 | Hayi |
No |
| 50030 | Layita ukutsala umnxeba wevidiyo we-LTE? |
Turn on LTE video calling? |
| 50031 | Ukutsala umnxeba wevidiyo we-LTE kucinyiwe. Ukuze wenze umnxeba wevidiyo, layita ukutsala umnxeba wevidiyo we-LTE. |
LTE video calling is turned off. To make a video call, turn on LTE video calling. |
| 50034 | Ukutsala umnxeba wevidiyo we-LTE |
LTE video calling |
| 50035 | Iindleko zedatha nelizwi eziqhelekileyo ziyasebenza ngexesha leminxeba yevidiyo. Abanye abantu basenokufumanisa ukuba ungenza yaye ufumane iminxeba yevidiyo. |
Standard data and voice rates apply during video calls. Other people may discover that you can make and receive video calls. |
| 50036 | Musa ukubonisa lo myalezo kwakhona |
Don't show this message again |
| 50038 | Ividiyo |
Video |
| 50039 | Umnxeba kusetyenziswa i-Wi-Fi? |
Call over Wi-Fi? |
| 50040 | Ayikwazi ukugqibezela umnxeba kwinethiwekhi yeselula. Layita ukutsala umnxeba kwi-Wi-Fi kwiisetingi ze-SIM, emva koko zama ukutsala umnxeba kwakhona. |
Can't complete the call over a cellular network. Turn on Wi-Fi calling in SIM settings, then try calling again. |
| 50044 | Umnxeba usebenzisa i-WLAN? |
Call over WLAN? |
| 50045 | Ayikwazi ukugqibezela umnxeba kusetyenziswa inethiwekhi yeselula. Layita ukutsala umnxeba kwe-WLAN kwiisetingi ze-SIM, emva koko uzame ukutsalal umnxeba kwakhona. |
Can't complete the call over a cellular network. Turn on WLAN calling in SIM settings, then try calling again. |
| 50100 | %1 %2 |
%1 %2 |
| 50101 | %1 - inkomfa %2 |
%1 - conference %2 |
| 50102 | Engaziwayo |
Unknown |
| 50200 | End the current call, then try to make the priority call again. |
End the current call, then try to make the priority call again. |