systemreset.exe Ukuseta kwakhona kweSistim ye-Windows 1a8302b07124fc83227d1f5c601cdc6d

File info

File name: systemreset.exe.mui
Size: 22528 byte
MD5: 1a8302b07124fc83227d1f5c601cdc6d
SHA1: 6b0b76acb75e26cebaf2d74ded9003e8bb25c778
SHA256: eaa2b9b4a157ed12cf99a113bdb1eed0405b4cf5a253939d06a685748a23881b
Operating systems: Windows 10
Extension: MUI
In x64: systemreset.exe Ukuseta kwakhona kweSistim ye-Windows (32-bhithi)

Translations messages and strings

If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.

id Xhosa English
136Okulandelayo Next
137Rhoxisa Cancel
138Seta kwakhona Reset
139Vala Close
140Start Start
142Kuphela iidrayivu apho i-Windows ifakelwe khona Only the drive where Windows is installed
143Zonke iidrayivu All drives
144Ndibonise uluhlu lweedrayivu eziza kuchaphazeleka Show me the list of drives that will be affected
145Ingaba ufuna ukushenxisa zonke iifayile kuzo zonke iidrayivu? Do you want to remove all files from all drives?
147Isithuba esingakumbi sediski siyafuneka Additional disk space needed
148Ukuze uvule isithuba sediski, unako: To free up disk space, you can:
149Sebenzisa Ukucoca kweDiski Run Disk Cleanup
150Kopa iifayile zakho kwisixhobo esingaphandle uze uzicime ukusuka kule PC Copy your files to an external device and delete them from this PC
151Khulula iiprogram Uninstall programs
153Oku akuyi kuthatha xesha This won’t take long
155Khetha indlela yokhetho Choose an option
156Gcina oluseto lwePC ukwenzela indawo yakho yokusebenza Keep this PC set up for your workplace
157Ewe Yes
158Iifayile neesetingi zobuqu azizukutshintsha. Saves provisioning packages that let your PC use workplace resources.
159Hayi No
160Isusa ukulungiselwa kweepakeji eyenza iPC yakho isebenzise izinto ze-workspace. Removes provisioning packages that let your PC use workplace resources.
161Isilumkiso! Warning!
162Le PC ibisandulukuhlaziyelwa kwi-Windows 10. Ukuba uyayiSeta le PC kwakhona, awuyi kulubuyisela emva uhlaziyo uze ubuyele kuhlobo lwangaphambili lwe-Windows. This PC was recently upgraded to Windows 10. If you Reset this PC, you won’t be able to undo the upgrade and go back to the previous version of Windows.
163Le PC ilungele useto Ready to reset this PC
165Ilungele ukubuyisela Ready to restore
166Fresh start Fresh start
167Let's get started Let's get started
169Ilungisa izinto Getting things ready
171Oku kuza kuthatha ithutyana, yaye i-PC yakho iza kuqala ngokutsha. This will take a while and your PC will restart.
173Kudingeka isithuba esingakumbi %1!ws! sediski kwi(%2!ws!). An additional %1!ws! of free disk space is needed on (%2!ws!).
179Qaphela: Ienkhripshini yedrayivu yeBitLocker iza kunqunyanyiswa okwexeshana de inkqubo igqibe. Note: BitLocker drive encryption will be temporarily suspended until the process is done.
180Okubalulekileyo: Plaga i-PC yakho ngaphambi kokuba uqalise Important: Plug in your PC before you start
181Abanye abantu baloge kule PC Other people are logged on to this PC
182Ingaba ufuna ukunkqubeka? Oku kuzo kwenza wena ulahlekelwe yidata oyingagcinanga. Do you want to continue? This will cause them to lose unsaved data.
183Buyisela kwakhona Restore
189Oku kuzoshenxisa iifayile zako zobucala kunye nosetyez kusukela kwi-PC yakho zigcine zonke iisetingi njengesiseko. Ukuba usebenzisa Imvelaphi yeFayile, qinisekisa ukuba usichilelo lwangoku yeefayile zakho zikopelwe kwiDrayiv yeMvelaphi yeFayile phambi kokuba uqubeke. Oku kuza kuthatha imzuzu embalwa nePC yakho iza kuqala ngokutsha. This will remove your personal files and apps from your PC and restore all settings to their defaults. If you use File History, make sure the latest versions of your files were copied to your File History drive before you proceed. This will take a few minutes and your PC will restart.
190Qaphela: Ienkhripshini yedrayivu yeBitLocker iza kucinywa. Note: BitLocker drive encryption will be turned off.
191I-PC yakho inedrayivu engaphezu kwenye Your PC has more than one drive
192Ukuba ukhetha ukushenxisa iifayile kwiidrayiva, ezi drayiva ezochapazeleka: If you choose to remove files from all drives, these drives will be affected:
193Iidrayiva zizochapazeleka Drives that will be affected
194Idrayiva engathiwanga Unnamed drive
195Asikwazi ukuseta ngokutsha i-PC ngelixa isebenza kumbane webhetri. We can’t reset your PC while it’s running on battery power.
196Faka i-PC yakho Plug in your PC
197Akukho tshintsho lwenziweyo. No changes were made.
198Bekukho ingxaki nokuseta ngokutsha i-PC yakho There was a problem resetting your PC
201Le PC ayikwazi kusetwa ize izigcine iifayile zakho. Cannot reset this PC and keep your files
202Ukuze usete le PC uze ugcine ifayile zakho, abasebenzisi, Ifayile Zeprogram, nokhangelo lwe-Windows kufuneka zibe kwidrayivu efanayo. Kungenjalo ungakhetha ukuseta le PC uze ususe yonke into, kodwa umele uzigcine endaweni ifayile zakho zobuqu kuqala. To reset this PC and keep your files, the Users, Program Files, and Windows directories need to be on the same drive. You can choose to reset this PC and remove everything instead, but you should back up your personal files first.
203Ingaba ufuna ukucoca idrayivu, nawe? Do you want to clean the drives, too?
204Susa iifayile uze ucoce idrayivu Remove files and clean the drive
205Oku kungathatha iiyure ezimbalwa, kodwa iya kwenza kubenzima ngomntu ukufumana iifayile zakho ozisusileyo. Sebenzisa oku ukuba uhlaziya iPC yakho. This might take a few hours, but will make it harder for someone to recover your removed files. Use this if you’re recycling the PC.
206Shenxisa nje iifayile zam Just remove my files
207Oku kuyakhawuleza, kodwa akukhuseli kangako. Sebenzisa oku ukuba uza kuyigcina iPC yakho. This is quicker, but less secure. Use this if you’re keeping the PC.
211Oku kuzoshenxisa iifayile zako zobucala kunye nosetyez kusukela kwi-PC yakho zigcine zonke iisetingi njengesiseko. Ukuba usebenzisa Imvelaphi yeFayile, qinisekisa ukuba usichilelo lwangoku yeefayile zakho zikopelwe kwiDrayiv yeMvelaphi yeFayile phambi kokuba uqubeke. I-PC yakho iza kuqala ngokutsha. This will remove your personal files and apps from your PC and restore all settings to their defaults. If you use File History, make sure the latest versions of your files were copied to your File History drive before you proceed. Your PC will restart.
214I-PC yakho ayikwazi ukuseta ngokutsha ngenxa yokuba isebenza ngo-Windows To Go. Your PC can’t be reset because it’s running Windows To Go.
216Asikwazi ukuseta ngokutsha le PC We can’t reset this PC
21811;normal;none;Segoe UI 11;normal;none;Segoe UI
219Xa ushenxisa iifayile zakho, unako nokucoca idrayivu ukuze iifayile zingafumaneki lula. Oku kukhuseleke ngakumbi, kodwa kuthatha ixesha elininzi. When you remove your files, you can also clean the drive so that the files can’t be recovered easily. This is more secure, but it takes much longer.
247Ayikwazanga ukufumana imeko-bume yokubuyisela Could not find the recovery environment
248Ngenisa ufakelo lwe-Windows okanye imidiya yokubuyisela, uze uqalise kwakhona i-PC yakho ngemidiya. Insert your Windows installation or recovery media, and restart your PC with the media.
253Olu setyenziso luza kudinga ukufakelwa kwakhona These apps will need to be reinstalled
254Hlola uluhlu losetyenziso. Uza kudinga iidiski okanye iifayile ukuze uzifakele kwakhona kamva. Reveiw the list of apps. You’ll need the discs or files to reinstall them later.
255Buyela emva Go back
256Ukuba uphosa ukhangelo, ukhuseleko, noqaliso oluphucukileyo, buyela emva kwi-Windows 10 nanini na. If you end up missing improved search, security, and startup, come back to Windows 10 anytime.
260Enkosi ngokuzama i-Windows 10 Thanks for trying Windows 10
261Fumana kwakhona isithuba sediski Reclaim disk space
262Oku kuza kubuyisela isithuba sediski esisetyenziswe ukugcina i-Windows 7. Iza kuvula eso sithuba sediski, kodwa awusayi kukwazi ukubuyisela i-Windows 7 emva koku. This will recover the disk space used to store Windows 7. It will free up that disk space, but you will no longer be able to restore Windows 7 after this.
263Shenxisa i-Windows 7? Remove Windows 7?
264Oku kuza kuvula isithuba kwi-PC yakho, kodwa awusayi kukwazi ukubuyela kwi-Windows 7. This will free up space on your PC, but you won’t be able to go back to Windows 7.
265Shenxisa iiakhawunti ezintsha Remove new accounts
266Ngaphambi kokuba ubuyele umva kuhlelo oludlulileyo lwe-Windows, kuza kufuneka ushenixse naziphi na iiakhawunti zomsebenzisi ozongezileyo emva kohlaziyo lwakho lwakutshanje. Iiakhawunti kufuneka zishenxiswe ngokupheleleyo, kuquka neeprofayile zazo. Before you can go back to a previous version of Windows, you’ll need to remove any user accounts you added after your most recent upgrade. The accounts need to be completely removed, including their profiles.
267Uyile iakhawunti enye (%2!ws!) You created one account (%2!ws!)
268Uyile iiakhawunti ezi-%1!ws! (%2!ws!) You created %1!ws! accounts (%2!ws!)
269Yiya kwiiSetingi iiAkhawuntiabanye abantu ukushenxisa ezi akhawunti, emva koko uzame kwakhona. Go to Settings Accounts Other people to remove these accounts, and then try again.
270Fudusa iiakhawunti ukubuyela emva Move accounts back
271Ngaphambi kokuba ubuyele umva kuhlelo oludlulileyo lwe-Windows, kuza kufuneka ufake naziphi na iiakhawunti zomsebenzisi oye wazifudusa emva kohlaziyo lwakho lwakutshanje kwindawo yazo yokuqala. Before you can go back to a previous version of Windows, you’ll need to put any user accounts you moved after your most recent upgrade back in their original location.
272Ufuduse iakhawunti enye (%2!ws!) You moved one account (%2!ws!)
273Ufuduse iiakhawunti ezi-%1!ws! (%2!ws!) You moved %1!ws! accounts (%2!ws!)
274Sicela uxolo, kodwa awunako ukubuyela emva We’re sorry, but you can’t go back
275Iifayile esizidingayo ukuze sikubuyisele kuhlelo oludlulileyo lwe-Windows ziye zashenxiswa kule PC. The files we need to take you back to a previous version of Windows were removed from this PC.
277Asikwazi ukukubuyisela kuhlelo oludlulileyo lwe-Windows kuba idrayivu yefleshi ye-USB okanye enye idrayivu yangaphandle eye yeasetyenziswa ngexesha lohlaziyo lwakho lwakutshanje ayikho. Nceda ufake idiski uzame kwakhona. We can’t take you back to a previous version of Windows because the USB flash drive or other external drive that was used during your most recent upgrade is missing. Please insert the disk and try again.
279Asikwazi ukukubuyisela emva kuhlelo oludlulileyo lwe-Windows kuba kungaphezu kwenyanga kususela kuhlaziyo. We can’t take you back to the previous version of Windows because it’s been more than a month since the upgrade.
280Usetyenziso okanye izixhobo azisebenzi kwi-Windows 10 My apps or devices don’t work on Windows 10
281Ukwakheka okudala kubonakala kulula ukulusebenzisa Earlier builds seemed easier to use
282I-Windows 7 ibonakele ilula ukuyisebenzisa Windows 7 seemed easier to use
283I-Windows 8 ibonakele ilula ukuyisebenzisa Windows 8 seemed easier to use
284I-Windows 8.1 ibonakele ilula ukuyisebenzisa Windows 8.1 seemed easier to use
285Ukwakheka okudala kubonakele kukhawuleza Earlier builds seemed faster
286I-Windows 7 ibonakale ikhawuleza Windows 7 seemed faster
287I-Windows 8 ibonakele ikhawuleza Windows 8 seemed faster
289Ukwakheka okudala lubonakele luthembakele ngakumbi Earlier builds seemed more reliable
290I-Windows 7 ibonakele ithembakele ngakumbi Windows 7 seemed more reliable
291I-Windows 8 ibonakele ithembakele ngakumbi Windows 8 seemed more reliable
293Ngesinye isizathu For another reason
294Kutheni ubuyela emva? Why are you going back?
296Sichazele ngakumbi Tell us more
298Ukuba ufuna i-troubleshooting, If you’re up for troubleshooting,
299qhagamshela inkxaso. contact support.
300Yintoni ofuna ukuyazi What you need to know
301Oku kusenokuthatha ithutyana yaye awuzukwazi ukusebenzisa i-PC yakho de igqibe. shiya iPC yakho iplagiwe yaye ilayitiwe. This might take a while and you won’t be able to use your PC until it’s done. Leave your PC plugged in and turned on.
302Emva kokuba ubuyele: After going back:
303- Kuza kufuneka ufakele ngokutsha usetyenziso neenkqubo ezithile. • You’ll have to reinstall some apps and programs.
304- Kuza kufuneka ufakele ngokutsha iinkqubo ezithile. • You’ll have to reinstall some programs.
306Ungavaleleki ngaphandle Don’t get locked out
307Ukuba usebenzise iphaswesdi ukusayina ungene kwi-Windows 7, qinisekisa ukuba uyayazi. If you used a password to sign in to Windows 7, make sure you know it.
308Ukuba usebenzise iphaswesdi ukusayina ungene kwi-Windows 8, qinisekisa ukuba uyayazi. If you used a password to sign in to Windows 8, make sure you know it.
309Ukuba usebenzise iphaswesdi ukusayina ungene kuhlelo lwakho oludlulileyo, qinisekisa ukuba uyayazi. If you used a password to sign in to your previous build, make sure you know it.
310Buyela emva kwi-Windows 7 Go back to Windows 7
311Buyela emva kwi-Windows 8 Go back to Windows 8
312Buyela emva kukwakheka okudlulileyo Go back to earlier build
316Awukwazi ukubuyela kumandla ebhetri. Plaga iPC yakho uze uphinde uzame kwakhona. You can’t go back on battery power alone. Plug in your PC and then try again.
323
324Ngaba iifayile zakho zikhuselekile? oku akuyi kuzichaphazele, kodwa kungcono uzilungiselele. Are your files backed up? This shouldn’t affect them, but it’s best to be prepared.
325Awuyi kukwazi ukusayina ungene ngaphandle kwayo. You won’t be able to sign in without it.
326Usetyenziso okanye izixhobo azisebenzi koku ukwakheka My apps or devices don’t work on this build
327• Uza kulahlekelwa lulo naluphi utshintsha olwenze kwiisetingi emva kohlaziyo lwe-Windows 10. • You’ll lose any changes made to settings after the upgrade to Windows 10.
328• Uza kulahlekelwa lulo naluphi utshintsho olwenze kwiisetingi emva kokufaka ukwakheka okutsha. • You’ll lose any changes made to settings after installing the latest build.
329Enkosi ngokuzama oku kwakheka Thanks for trying out this build
330Siza kufaka ukwakheka kwangaphambili okutsha okulandelayo xa kukhona. We’ll install the next preview build when it’s available.
331Uhlelo oludala lwe-Windows lubonakala lulula ukulusebenzisa The old version of Windows seemed easier to use
332I-Windows 8.1 ibonakele ikhawuleza Windows 8.1 seemed faster
333Uhlelo oludala lwe-Windows lubonakele lukhawuleza The old version of Windows seemed faster
334I-Windows 8.1 ibonakele ithembeke ngakumbi Windows 8.1 seemed more reliable
335Ukuba ubusebenzise iphasiwedi ukungena kwiWindows 8.1, qiniseka ukuba uyayazi. If you used a password to sign in to Windows 8.1, make sure you know it.
336Ukuba ubusebenzise iphasiwedi ukungena kuhlelo oludala lweWindows, qiniseka ukuba uyayazi. If you used a password to sign in to your previous version of Windows, make sure you know it.
337Uhlelo oludala lwe-Windows lubonakele luthembakele ngakumbi The old version of Windows seemed more reliable
338Buyela emva kwi-Windows 8.1 Go back to Windows 8.1
339Buyela emva kwi-Windows edlulileyo Go back to previous Windows
340Vula isithuba esithile uzame kwakhona. Free up some space and try again.
341Ukuze ubuyele emva, udinga i-%1!ws! MB yesithuba samahala kwidrayivu apho i-Windows ifakelwe khona. To go back, you’ll need %1!ws! MB of free space on the drive where Windows is installed.
342Ukuze ubuyele emva, udinga i-%1!ws! GB yesithuba samahala kwidrayivu apho i-Windows ifakelwe khona. To go back, you’ll need %1!ws! GB of free space on the drive where Windows is installed.
344Ipolisi yenkampani yakho ayiyivumeli. Ngenkcazelo engakumbi, thetha nomntu wakho wenkxaso okanye isebe lakho le-IT. Your organization’s policy doesn’t allow it. For more info, talk to your support person or IT department.
345Asikwazanga ukufumana inkcazelo ngohlaziyo Couldn’t get info on updates
346Ukuze ujonge uhlaziyo, yiya kwiiSetingi Uhlaziyo Nokhuseleko I-Windows Update uze ukhethe uJonga uhlaziyo. To check for updates, go to Settings Update & Security Windows Update and select Check for updates.
347Jonga uhlaziyo? Check for updates?
348Ngaphambi kokuba ubuyele emva, zama ukufakela uhlaziyo lwakutshanje. Oku kusenokulungisa iingxaki onazo ne-Windows 10. Before you go back, try installing the latest updates. This might fix the problems you’re having with Windows 10.
349Jonga uhlaziyo Check for updates
350Hayi, enkosi No, thanks
351Ukuseta kwakhona le PC Resetting this PC
352Ilungiselela izinto ezimbalwa %1!d!%% Getting a few things ready %1!d!%%
353This feature is not available in Safe Mode This feature is not available in Safe Mode
354To reset this PC, start Windows normally and try again, or go to Advanced startup and select Troubleshoot. To reset this PC, start Windows normally and try again, or go to Advanced startup and select Troubleshoot.
355This will remove all apps and programs, except those that come standard with Windows. Any store apps installed by your manufacturer will also be kept. Your device will also be updated to the latest version of Windows. Your personal files and some Windows settings will be kept. This will remove all apps and programs, except those that come standard with Windows. Any store apps installed by your manufacturer will also be kept. Your device will also be updated to the latest version of Windows. Your personal files and some Windows settings will be kept.
357Save your work and leave your device plugged in and turned on Save your work and leave your device plugged in and turned on
358This will take a while and your device will restart several times This will take a while and your device will restart several times
359You won't be able to use your device while refreshing Windows, but we will let you know once it's ready You won't be able to use your device while refreshing Windows, but we will let you know once it's ready
360This process could take 20 minutes or longer depending on your device. This process could take 20 minutes or longer depending on your device.
361Refreshing your PC Refreshing your PC
362This will remove all apps and programs you installed. Your device will also be updated to the latest version of Windows. Your personal files and some Windows settings will be kept. This will remove all apps and programs you installed. Your device will also be updated to the latest version of Windows. Your personal files and some Windows settings will be kept.

EXIF

File Name:systemreset.exe.mui
Directory:%WINDIR%\WinSxS\amd64_microsoft-windows-systemreset.resources_31bf3856ad364e35_10.0.15063.0_xh-za_069295df8923ae55\
File Size:22 kB
File Permissions:rw-rw-rw-
File Type:Win32 DLL
File Type Extension:dll
MIME Type:application/octet-stream
Machine Type:Intel 386 or later, and compatibles
Time Stamp:0000:00:00 00:00:00
PE Type:PE32
Linker Version:14.10
Code Size:0
Initialized Data Size:22016
Uninitialized Data Size:0
Entry Point:0x0000
OS Version:10.0
Image Version:10.0
Subsystem Version:6.0
Subsystem:Windows GUI
File Version Number:10.0.15063.0
Product Version Number:10.0.15063.0
File Flags Mask:0x003f
File Flags:(none)
File OS:Windows NT 32-bit
Object File Type:Executable application
File Subtype:0
Language Code:Xhosa
Character Set:Unicode
Company Name:Microsoft Corporation
File Description:Ukuseta kwakhona kweSistim ye-Windows
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Internal Name:systemreset.exe
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original File Name:systemreset.exe.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0

What is systemreset.exe.mui?

systemreset.exe.mui is Multilingual User Interface resource file that contain Xhosa language for file systemreset.exe (Ukuseta kwakhona kweSistim ye-Windows).

File version info

File Description:Ukuseta kwakhona kweSistim ye-Windows
File Version:10.0.15063.0 (WinBuild.160101.0800)
Company Name:Microsoft Corporation
Internal Name:systemreset.exe
Legal Copyright:© Microsoft Corporation. Onke amalungelo agciniwe.
Original Filename:systemreset.exe.mui
Product Name:Microsoft® Windows® Operating System
Product Version:10.0.15063.0
Translation:0x434, 1200