1 | IiAyikhoni zeNdawo yoKwazisa |
Notification Area Icons |
2 | Khetha ukuba zeziphi na iiayikhoni nezaziso ezivela kwindawo yokwazisa. |
Select which icons and notifications appear in the notification area. |
3 | IiAyikhoni zeSistim |
System Icons |
4 | Khetha ukuba zeziphi na iiayikhoni zesistim ezivela kwindawo yokwazisa. |
Select which system icons appear in the notification area. |
266 | Click |
Click |
400 | Bonisa iayikhoni nezaziso |
Show icon and notifications |
401 | Fihla iayikhoni nezaziso |
Hide icon and notifications |
402 | Bonisa izaziso kuphela |
Only show notifications |
403 | Iwotshi |
Clock |
404 | Ivolyum |
Volume |
405 | Inethiwekhi |
Network |
406 | Amandla |
Power |
407 | Layita okanye cima iiayikhoni zesistim |
Turn system icons on or off |
408 | Khastomayiza iiayikhoni zokwazisa |
Customize notification icons |
409 | Buyisela iiayikhoni zokuziphatha zesiseko |
Restore default icon behaviors |
410 | &Soloko ubonisa zonke iiayikhoni nezaziso ezikwithaskbha |
&Always show all icons and notifications on the taskbar |
411 | Le ayikhoni yokwazisa ayisebenzi ngokunje |
This notification icon is not currently active |
412 | Iya kuboniswa kwixesha elilandelayo isebenza. |
It will be shown the next time it becomes active. |
414 | Iyasebenza |
On |
415 | Ayisebenzi |
Off |
416 | Uncedo |
Help |
417 | Isalathisi sofakelo |
Input Indicator |
418 | Iziko leSenzo |
Action Center |
419 | Indawo |
Location |
420 | Ikhibhodi echukunyiswayo |
Touch keyboard |
421 | Indawo yokusebenzela ye-Windows Ink |
Windows Ink Workspace |
422 | Touchpad |
Touchpad |
423 | Windows Update Status |
Windows Update Status |
500 | Khetha ukuba zeziphi na iiayikhoni nezaziso ezivela kwithaskbha |
Select which icons and notifications appear on the taskbar |
501 | Ukuba ukhetha ukuzifihla iiayikhoni nezaziso, awuyi kwaziswa ngeenguqulelo okanye uhlaziyo. Ukubona iiayikhoni ezifihlakeleyo ngalo naliphi na ixesha, cofa utolo olusecaleni kwendawo yokwazisa kwithaskbha. |
If you choose to hide icons and notifications, you won’t be notified about changes or updates. To view hidden icons at any time, click the arrow next to the notification area on the taskbar. |
502 | IiAyikhoni |
Icons |
503 | Iindlela zokuziphatha |
Behaviors |
601 | Ukucima iayikhoni yesistim ishenxisa iayikhoni ize icime izaziso. |
Turning off a system icon removes the icon and turns off notifications. |
2048 | Some settings are managed by your system administrator. |
Some settings are managed by your system administrator. |
2050 | Kutheni ndingazitshintshi ezinye iisetingi? |
Why can't I change some settings? |
2051 | Kulungile |
OK |
2052 | Rhoxisa |
Cancel |
0x30000001 | Start |
Start |
0x30000002 | Stop |
Stop |
0x50000004 | Information |
Information |
0x90000001 | Microsoft-Windows-TaskbarCPL |
Microsoft-Windows-TaskbarCPL |