If an error occurred or the following message in Xhosa language and you cannot find a solution, than check answer in English. Table below helps to know how correctly this phrase sounds in English.
id |
Xhosa |
English |
1591 | Cela imvume |
Ask for permission |
1592 | Kuza kufuneka ucele umntu omdala kusapho lwakho ukuba unganako ukusebenzisa {0}. |
You'll need to ask an adult in your family if you can use {0}. |
1593 | Asikwazi ukuqhagamshela okwangoku ukucela imvume. Nceda uzame kwakhona emva kwexeshana. |
We can't connect right now to request permission. Please try again in a little bit. |
1594 | I-Microsoft Corporation |
Microsoft Corporation |
1595 | Buza ngeimeyile |
Ask by email |
1596 | Rhoxisa |
Cancel |
1598 | Abantu abadala abakusapho lwakho bangasebenzisa esi sixhobo ukukufumana kwimephu. |
Adults in your family can use this device to find you on a map. |
1599 | Usapho lwakho lusebenzisa iifitsha zosapho lwe-Microsoft. Funda ngakumbi malunga noku, uze ujonge ukuba ngubani omnye okusapho lwakho. |
Your family is using Microsoft family features. Learn more about this, and check who else is in your family. |
1600 | Vala |
Close |
1601 | Isicelo sithunyelwe |
Request sent |
1602 | Isicelo sakho sithunyelwe kubantu abadala kusapho lwakho |
Your request has been sent to adults in your family |
1603 | Kukhona into ehambe kakubi |
Something went wrong |
1604 | Asikwazanga ukuthumela isicelo sakho. Uqhagamshele kwi-Intanethi? |
We were unable to send your request. Are you connected to the Internet? |
1700 | Udinga ukuqinisekisa iakhawunti yakho kusetyenziso lweeSetingi ngaphambi kokuba uthumele izicelo zemvume. |
You need to verify your account in the Settings app before you can send permission requests. |
32000 | Iifitsha zosapho lwe-Microsoft |
Microsoft family features |
32012 | Ingqamanisa iisetingi zakutshanje nenkonzo yefitsha zosapho lwe-Microsoft. |
Synchronizes the latest settings with the Microsoft family features service. |